Dataset Viewer
Auto-converted to Parquet Duplicate
audio
audioduration (s)
1.62
11.1
transcription
stringlengths
10
170
speaker_id
int64
0
7
speaker
stringclasses
8 values
gender
stringclasses
2 values
seconds
float64
1.62
11.1
score
float64
0.41
1
abantwana besikolo abangaphezulu kwizigidi ezisithoba kwizikolo zikarhulumente emzantsi afrika banakho ngoku ukwenza umsebenzi wabo wesikolo.
3
xho_reader_004
Female
8.831
0.925
oku kwenzeka ngenxa yenkqubo karhulumente eqinisekisa ukuba bafumana ukutya okunezakha-mzimba.
3
xho_reader_004
Female
5.207
0.864
isebe lemfundo esisiseko i-dbe, lisebenzisa inkqubo karhulumente yokuty i sa abantwana ezikolweni i-nsnp,
3
xho_reader_004
Female
7.53
0.856
umlawuli we-nsnp esebeni, uneo rakwena,
3
xho_reader_004
Female
3.384
0.874
ngosuku kulo lonke eli. uthi izikolo ezingaxhamliyo kule nkqubo kufuneka ziye kwii-ofisi zesithili ukuba nazo zifuna ukuba yinxalenye yale nkqubo.
3
xho_reader_004
Female
9.452
0.932
urakwena uthi le mali ichithwa kule nkqubo iyongezwa rhoqo ngonyaka kulungiselelwa umba wokunyuka kwamaxabiso ezinto,
2
xho_reader_003
Female
7.047
0.966
i-nsnp ilicebo lexesha elifutshane lokugxotha ikati eziko kwaye inegalelo elihle kakhulu kubomi babafundi.abantwana abaninzi baphuma kumakhaya angathathi ntweni,
2
xho_reader_003
Female
10.891
0.826
angenamali yokuthenga into esiwa phantsi kwempumlo, kwaye abanye abantwana oku kutya bakufumana esikolweni, yiyo yodwa abayityayo ngosuku.
2
xho_reader_003
Female
7.227
0.891
ukutya abakufumana esikolweni kuyabanceda abafundi kwizifundo zabo, bakwazi ukuhlala bemamele bethatha nenxaxheba kwizifundo zabo, utshilo.
2
xho_reader_003
Female
8.288
0.835
urakwena wongeze ngelithi amanani abantwana abaya esikolweni enyukile futhi abantwana basihamba kakuhle isikolo ngenxa yale nkqubo yokutyiswa kwabantwana ezikolweni.
2
xho_reader_003
Female
9.83
0.93
kwezi ntsukwana zimbalwa zidlulileyo,
0
xho_reader_001
Female
6.386
0.918
ikhabhinethi ivumile ukuba kupapashwe ingxelo yokuvavanywa kwe-nsnp,
0
xho_reader_001
Female
7.288
0.959
ebhalwe lisebe lezokucwangcisa, ukuhlola nokuvavanya i-dpme.
0
xho_reader_001
Female
7.668
0.911
le ngxelo ichaza izinto eziyimpumelelo ezenziwe yi-nsnp
0
xho_reader_001
Female
7.227
0.984
kunye namanyathelo anokuthathwa ukuphucula indlela esebenza ngayo.
0
xho_reader_001
Female
6.807
0.938
umlawuli wezokuhlola kwi-dpme, ujabu mathe,
0
xho_reader_001
Female
5.946
0.913
uthi eyona njongo iphambili yokuvavanya i-nsnp
0
xho_reader_001
Female
6.126
0.936
ibikukujonga ukuba ingaba isebenza ngendlela
0
xho_reader_001
Female
4.564
0.99
ezakwenza umahluko obonakalayo kwimpilo nakwindlela abaqhuba ngayo abafundi kwizifundo zabo.
0
xho_reader_001
Female
9.29
0.948
ukubethelele ukuba eyona njongo ingundoqo ye-nsnp
0
xho_reader_001
Female
6.126
0.979
kukuphucula impilo yabafundi abaphuma kumakhaya asokolayo kunye nokuqinikisa ukuba
0
xho_reader_001
Female
8.269
0.987
imizimba yabo yomelele ngenxa yezakha-mzimba abazifumana ekutyeni.
0
xho_reader_001
Female
6.527
0.715
le nkqubo ijoliswe kwizikolo zikarhulumente ezikwiindawo ezisokola kakhulu,
0
xho_reader_001
Female
8.789
0.948
oko kukuthi u-quintile
0
xho_reader_001
Female
2.743
0.822
i-nsnp ikwanceda nasekulweni indlala ebantwini kuba idala imisebenzi.
0
xho_reader_001
Female
9.17
0.858
ngonyaka amathuba omsebenzi okuphekela abantwana ukutya.
1
xho_reader_002
Female
3.944
0.901
zerandi ngonyaka, imali leyo iya ebantwini basekuhlaleni.
1
xho_reader_002
Female
4.645
0.845
i-nsnp ikwanegalelo elenzayo kuqoqosho njengoko amashishini amancinci,
1
xho_reader_002
Female
5.505
0.897
aphakathi namancinane ii-smme
1
xho_reader_002
Female
2.262
0.876
kunye nookopolotyeni exhamla kuba ngawo asebenza njengababoneleli-zinkonzo kumaphondo akhuphela eminye imisebenzi yokulawula i-nsnp kwamanye amaqumrhu
1
xho_reader_002
Female
10.41
0.9
la maphondo yikwazulu-natal, igauteng,
1
xho_reader_002
Female
3.023
0.821
impumalanga kunye nomntla koloni.ukuthenga imifuno ekuhlaleni kungazinceda izikolo kunye noluntu futhi kunalo negalelo kwezolimo kule mimandla.
1
xho_reader_002
Female
10.932
0.924
le ngxelo ikwabonakalise nokuba iphondo lasentshona koloni,
1
xho_reader_002
Female
3.464
0.841
elasempumalanga, elasegauteng, elase-mpuma koloni, nelasemntla koloni ayiqhube kakuhle kakhulu le nkqubo kule minyaka idlulileyo.
1
xho_reader_002
Female
9.05
0.803
i-cach yi-ofi si yesebe lemfundo ephakamileyo
0
xho_reader_001
Female
4.344
0.889
noqeqesho eyenzelwe ukunceda abantu abatsha
0
xho_reader_001
Female
4.264
0.992
ngeengcebiso ngamakhondo kunye nokubakhangelela iindawo zokufunda.
0
xho_reader_001
Female
6.506
0.978
i-ofi si kazwelonke yokuqwalasela izicelo yavulwa lisebe lemfundo ephakamileyo
0
xho_reader_001
Female
8.229
0.986
abo bafake isicelo sokufunda kwangethuba kwiziko lemfundo abalithandayo
0
xho_reader_001
Female
7.288
0.977
saze isicelo sabo asaphumelela ke ngoku sele bedlulelwe lixesha ukuba bangafaka isicelo kwamanye amaziko.
0
xho_reader_001
Female
10.651
0.935
abo bangakhange bafake zicelo kuba bengawafumenanga la manqaku afunwayo kwibanga
0
xho_reader_001
Female
7.928
0.903
ukuze umntu athathwe.
0
xho_reader_001
Female
3.864
0.899
abo bangakhange bafake sicelo ngexesha ngenxa yezizathu ezahlukeneyo
0
xho_reader_001
Female
8.128
0.981
okanye khange bafake sicelo kwaphela.
0
xho_reader_001
Female
3.683
0.979
aba bangayaziyo ukuba baza kufundela eliphi ikhondo.
0
xho_reader_001
Female
6.166
0.931
abo bayaziyo into abayifundelayo
0
xho_reader_001
Female
3.844
0.767
qha bengaqinisekanga ukuba eli khondo balithandayo libalungele na.
0
xho_reader_001
Female
6.847
0.935
iinkonzo ezinikezelwa yi-cach
0
xho_reader_001
Female
2.723
0.818
izicelo zokufuna indawo zokufunda kwizinga le-pset iidyunivesiti,
0
xho_reader_001
Female
7.508
0.855
iidyunivesiti zezobuchwepheshe,
0
xho_reader_001
Female
2.542
0.93
iikholeji zemfundo noqeqesho lobugcisa nobuchule ii-tvet
0
xho_reader_001
Female
6.287
0.941
kunye namaqumrhu amacandelo emfundo noqeqesho ii-seta
0
xho_reader_001
Female
5.486
0.956
ulwazi ngeendawo ezinceda ngemali yokufunda inkcukacha nge-nsfas
0
xho_reader_001
Female
7.768
0.932
iinkonzo zengcebiso ngamakhondo iingcebiso,
0
xho_reader_001
Female
7.368
0.958
ulwazi, ukuboniswa nokucetyiswa
0
xho_reader_001
Female
4.545
0.823
ngamakhondoulwazi ngeendawo ezinceda ngemali yokufunda,
0
xho_reader_001
Female
7.608
0.985
kunye neentlobo ezahlukeneyo zemali yokufunda.
0
xho_reader_001
Female
4.986
0.986
ukuxhasa amagcisa iziko lesizwe lokuxhasa uphuhliso lwamagcisa.
0
xho_reader_001
Female
7.108
0.956
isithutyana nje emva kokuba iziphumo zeemviwo zebanga
0
xho_reader_001
Female
6.126
0.979
i-cach isebenza njani?
0
xho_reader_001
Female
1.842
0.821
inqanaba abafundi abangayifumenanga indawo yokufunda kumaziko emfundo ephakamileyo ebebefake kuwo izicelo,
0
xho_reader_001
Female
11.011
0.981
okanye abo bafuna indawo yokufunda kwii-pseta,
0
xho_reader_001
Female
5.045
0.937
bangaqhagamshelana ne-cach kule nombolo ingahlawulewayo:
0
xho_reader_001
Female
4.565
0.874
kwiwebhusayithi www.dhet.gov.za
0
xho_reader_001
Female
7.728
0.578
okanye bangabhalisa ngokungena ku-intanethi.
0
xho_reader_001
Female
3.984
0.974
ungafumana ezinye iinkcukacha ku-facebook cach_sa.
0
xho_reader_001
Female
10.19
0.762
inqanaba umsebenzi we-cach uza kumtsalela umnxeba umfundi lowo,
0
xho_reader_001
Female
8.469
0.809
kwiziko lemibuzo aze ambhalise kuluhlu lwe-cach,
0
xho_reader_001
Female
5.025
0.891
enika iinkcukacha ngekhondo elikhethwe ngulo mfundi kunye nephondo abafuna ukufunda kulo.
0
xho_reader_001
Female
8.208
0.944
inqanaba iinkcukacha zomfaki-sicelo kunye neziphumo zakhe zebanga
0
xho_reader_001
Female
8.829
0.904
ziyaqinisekiswa zize zizithumele zona ngokwazo kumaziko emfundo ephakamileyo
0
xho_reader_001
Female
7.467
0.934
ngeenjongo zokukhangela ukuba umfundi lowo angayifumana na indawo yokufunda futhi athathwe.
0
xho_reader_001
Female
9.31
0.979
inqanaba i-cach iza kuqinisekisa iinkcukacha zomfundi
0
xho_reader_001
Female
6.767
0.507
ize izithumele kumaziko emfundo asenazo iindawo zokufunda.
0
xho_reader_001
Female
5.926
0.943
amaziko aseneendawo zokufunda kwaye nomfundi lowo enazo ezi zinto zifunwayo,
0
xho_reader_001
Female
7.368
0.502
iziko lemfundo elo liza kuqhagamshelana nomfundi ngqo ngokwalo.
0
xho_reader_001
Female
5.526
0.93
izinto ekufuneka ziqatshelwe
0
xho_reader_001
Female
2.803
0.943
i-cach ayizibopheleli ithi umfaki-sicelo uza kuyifumana indawo yokufunda.
0
xho_reader_001
Female
6.928
0.878
i-cach ayinakuxelela iziko lemfundo ukuba maliqhagamshelane nini na nomfakisicelo.
0
xho_reader_001
Female
8.168
0.669
ingaba i-cach ibanceda njani abafaki-zicelo abangaqinisekanga ngekhondo abafuna ukulifundela
0
xho_reader_001
Female
8.429
0.898
okanye abangenazo ezi zinto zifunwayo ukuze umntu afunde kwizinga le-pset?
0
xho_reader_001
Female
7.628
0.944
i-cach isebenzisana neziko lesizwe leenkonzo zamakhondo i-csd
0
xho_reader_001
Female
8.029
0.911
lona elinceda abantu ngolwazi olugcweleyo malunga: namakhondo ahlukeneyo.
0
xho_reader_001
Female
9.73
0.902
izifundo ekufuneka zikhethwe.
0
xho_reader_001
Female
2.442
0.953
ulwazi ngemviwo zoxabangelo ukuphucula amanqaku ebanga
0
xho_reader_001
Female
8.228
0.866
indawo zokufunda ezikhoyo kwizinga le-pset.
0
xho_reader_001
Female
5.826
0.993
imali yokufunda kunye neentlobo zayo.
0
xho_reader_001
Female
3.524
0.982
ulwazi ngenkqubo yokufaka izicelo kunye nemihla yokugqibela yokufaka izicelo.
0
xho_reader_001
Female
7.728
0.945
ukufaka isicelo sekota yesibini kunye nemihla yokubhalisa.
0
xho_reader_001
Female
7.268
0.812
naye nabani na onomdla kwiinkonzo ezifumaneka kwi-csd angaqhagamshelana neziko lemibuzo le-csd
0
xho_reader_001
Female
9.269
0.984
ngokusebenzisa ezi zixhobo zilandelayo:
0
xho_reader_001
Female
2.863
0.98
thumela nge-sms umbuzo wakho okanye thumela u-please call me ku:
0
xho_reader_001
Female
6.486
0.764
okanye tsalela
0
xho_reader_001
Female
5.685
0.512
umnxeba le nombolo:
0
xho_reader_001
Female
10.17
0.477
eyinombolo esetyenziswa ngabantu abaninzi,
0
xho_reader_001
Female
3.143
0.99
i-imeyile: careerhelpdhet.gov.za
0
xho_reader_001
Female
4.304
0.569
u-facebook ku: www.facebook.comcareerhelp,
0
xho_reader_001
Female
7.547
0.786
okanye u-twitter ku: www.twitter.comrsacareerhelp
0
xho_reader_001
Female
7.547
0.423
imali yokufunda ephuma kurhulumente kukho iintlobo ezahlukeneyo zemali yokufunda kumaziko emfundo ephakamileyo
0
xho_reader_001
Female
9.269
0.816
ezikhutshwa yi-funza lushaka bursary scheme,
0
xho_reader_001
Female
2.923
0.752
End of preview. Expand in Data Studio

isiXhosa TTS clips (ViXSD, segmented)

3,861 clips, 22,050 Hz mono, 8 speakers, cut from long-form recordings by CTC forced alignment.

Derived from ViXSD (Vuk'uzenzele isiXhosa Speech Dataset) by Lelapa AI / Way With Words, under the Esethu License — see https://huggingface.co/datasets/lelapa/Vukuzenzele_isiXhosa_Speech_Dataset_ViXSD

Pipeline

  1. vixsd_extract.py — parquet to mono 22,050 Hz. Source is heterogeneous: rates 16k/22.05k/44.1k/48k/96k, depths 16/24/32, PCM and EXTENSIBLE.
  2. vixsd_align.pyfacebook/mms-1b-all + xho adapter, word timestamps.
  3. vixsd_segment.py — cut at sentence > clause > comma > pause, target 6s.

Speakers

speaker_id 0-7. Gender is in metadata.csv; 4 of 8 are male, which is why this dataset exists — SLR32's only male speaker had 7.4 minutes.

Downloads last month
161