Dataset Viewer
Auto-converted to Parquet Duplicate
audio
audioduration (s)
1.1
17.5
transcription
stringlengths
7
165
speaker_id
int64
0
11
speaker
int64
50
9.45k
ekupheleni kwedlelo kwakukho amawa namatyholo.
0
50
amabhabhathane athi ngcu emiqolweni nakwiintloko zeengwenya.
0
50
wabona ubuso obumjongileyo!
0
50
hawu, hawu, akusemnandi, wakhonkotha udomino, etsiba ephuma phantsi kwebhedi.
0
50
apho evuka khona, wayengekho, kodwa wayeshiye ukumoyizela entliziyweni yakhe.
0
50
yho, yho, yho, yho bakhala njalo abazali bakazimkhitha.
0
50
gqithisa, gqithisa portia modise!
0
50
ungandikhwelisa kuwo xa uwugqibile?
0
50
ukhangele naphezulu emafini, waza wajonga nakwezo nduli zimngqongileyo.
0
50
ngalo njikalanga, untatu wazimela ngaphaya kwetyholo, walinda.
0
50
beza nayo nantoni na ababenokuyifumana ukuncedisa ukusukela udyakalashe emke.
0
50
ndiza kupha inqwelo yam wena uza kundipha iplanga lakho.
0
50
bakufika ndingathi udyakalashe ubuyele kwasematyholweni.
0
50
waqhubeka ekhala umvubu, uboya bam butshe baphela tu emlilweni!
0
50
ingonyama yahamba iqhwalela ityhafile.
0
50
kwakukho ileta ngaphakathi:
0
50
wonke ubani waqhwaba izandla.
0
50
yinto entle leyo!
0
50
umqeqeshi weqela endaweni kasifiso mbhele wafaka ubernard parker ngexesha lomdlalo.
0
50
ingaba iphi ikayiti yam ngoku?
0
50
futhi ucinge ukuba uyibonile.
0
50
owu nkosi yam, watsho utata wakhe.
0
50
ukuba abahlobo bakhe bazama ukuwela umlambo, baza kurhaxwa bonke.
0
50
ekugqibeleni lafika ixesha lesidlo.
0
50
iphi ibhola yam ngoku?
0
50
nanjengoko ke ebengaphethanga piyano edlalwa ngeminwe, uye wacula ingoma.
0
50
kodwa amantshontshwana akhe ayengamhoyanga.
0
50
nceda mthi weeorenji, khula ube mkhulu usinike amaorenji amaninzi avuthiweyo.
0
50
masiqubheni, watsho umpho.
0
50
icebo elikrelekrele kangaka!
0
50
sesiphi isikolo esiphakamileyo oya kuya kuso?
0
50
mna ke ndingumnumzana mvundla, utsho emxhawula ngesandla.
0
50
yakhomba kumzi otyheli onophahla olubhlowu.
0
50
wawuzingca, uzidla kakhulu ngamendu awo.
0
50
ndifumene ujingi, wachaza udheema.
0
50
umnumzana mvundla wamncumela naye waza waqakatha eqhubeka nohambo lwakhe olude.
0
50
bathi xa befika ekuqaleni kwesitalato sabo, wabe sele edikwe nyhani!
0
50
umqhubi wayethetha kwimfono-mfono yakhe.
0
50
xhuma, watsho uzhoola.
0
50
ieverton idlale ngokulinganayo neclub atletico de madrid.
0
50
kungcono kuba umnumzana mandela usekhona.
0
50
bekufuneka uyithwale entloko ingqayi.
0
50
yintoni umongo wezifundo eziphakamileyo zesidanga?
0
50
akhangeleka emahle kakhulu amakhaphetshu akho!
0
50
umqeqeshi wafaka ujeremy brockie endaweni ka kgomotso koena usaqala umdlalo.
0
50
le nto yenza ukuba zonke izilwanyana ziwoyike umqhagi.
0
50
igama lam ndingupauline.
0
50
ingaba oko kungakugcina ushushu de ufumane indlela yokuduka?
0
50
ungxamele phi na?
0
50
upoorakha wacacisa, ndiyakholwa ukuba yipensile le.
0
50
yiza, uzodlala ibhola nathi.
0
50
usalukhumbula ugqatso olukhulu olwaluphakathi komvundla nofudo?
0
50
uho wancuma waza wapeyinta inqanawe enkulu.
0
50
lindikhumbuza umthi wethu wama-apile, watsho uphindulo.
0
50
yiza, uzofunda nathi!
0
50
watsho ngesikhalo esikhulu umfo omkhulu.
0
50
owu, watsho echulumancile.
0
50
nantso iglasi yokusela efestileni.
0
50
kwavakala isithonga sokubhuleka kukadyalakashe esiwa ngomqolo phantsi.
0
50
waputalaza, waputalaza, wada ekugqibeleni wakwazi ukuyixwaya idonki.
0
50
beza nayo nantoni na ababenokuyifumana ukuncedisa ukusukela udyakalashe emke.
0
50
umhlobo wakhe omkhulu yayingunogolide unogolide owayemhle embala ubugolide butyheli.
0
50
chapha chapha chapha!
0
50
umqeqeshi wafaka umpho thulo endaweni kaphumlani ntshangase umdlalo usanda kuqala.
0
50
ingaba kukho into oyijojileyo?
0
50
ngoko umsindo wemali kamashange ngeyona ntlawulo azoyifumana ngokukhawuleza.
0
50
yayibilile, ityhafile, ixwebe nomlomo lo kukulamba.
0
50
khetha umboniso kweli bali apho ixhegokazi lithethayo.
0
50
hayi ayifani tu!
0
50
ngentsasa elandelayo, umnumzana mvundla wothuswa yingxolokazi etsho kumnyango wakhe.
0
50
ujoja wayengakuthandi kwaphela ukuba yingwe.
0
50
inokuba lusizana lomhambi wacinga njalo usizwe ebaleka ukuya emnyango.
0
50
ingulube yothuka isoyika.
0
50
kutheni ufuna ukusebenza apha?
0
50
ilori yantlitheka emotweni.
0
50
kaloku iintakazana ziyakuthanda ukunconywa.
0
50
ndiyasifuna esasonka samanzi, wacinga watsho udyakalashe.
0
50
baza beva umgqumo.
0
50
ingaba baya kugqiba bengoyiswanga?
0
50
uxolo langa , kodwa andikwazi kuqhubeka nokukukhulula.
0
50
ngenye imini, ngexesha lendlala, umvundla wamema umhlobo wakhe ukuba bazodlala.
0
50
kwangoko uvule itasi yakhe wakhupha amaqhekezana esonka ebeshiyekile.
0
50
yintoni eyilwe ngamalungu amathathu?
0
50
ndikrelekrele kunabo bonke abakhoyo kwisixeko sabafundayo.
0
50
isigebenga sasizimele emva kwamatyholo, siqwalasele siphulaphule kutselane nomama wakhe.
0
50
bathi xa befika ekuqaleni kwesitalato sabo, wabe sele edikwe nyhani!
0
50
zonke iingwenya zaya elunxwemeni lomlambo.
0
50
khawuleza uze apha!
0
50
qaqadisa yeyiphi ikepusi endiyithwalayo namhlanje?
0
50
ingaba ikhona enye indlela yokuya apho?
0
50
asiboni mkhondo kadyakalashe, watsho omnye.
0
50
iinkonzo zemozulu ziqikelele ukuba kwiphondo lasemntla ntshona kuyakuna iimvula.
0
50
mahle ngenene, watsho usizwe, kwaye ndinethamsanqa ukuba namakhaphetshu amaninzi kangaka.
0
50
kwicala elingaphesheya wadibana nentombazana elula inxibe amadlakadlaka.
0
50
lisebenze njani iqela?
0
50
xa ndibetha isiciko sembiza, uvule.
0
50
beva umgqumo omkhulu.
0
50
qhubekani nifundisa abantwana bomzantsi afrika
0
50
yiya emzantsi-mpuma kwisitalato i-church.
0
50
siza kuthetha ngeegusha noodyakalashe nezinye izinto.
0
50
End of preview. Expand in Data Studio

isiXhosa TTS — SLR32 prepared for VITS

Multi-speaker isiXhosa speech, resampled and text-normalised for VITS training. Each audio file is paired with its transcript in metadata.csv.

Attribution (required by the licence)

Derived from OpenSLR SLR32, "High quality TTS data for four South African languages (af, st, tn, xh)", created by North West University and Google (2017), released under CC BY-SA 4.0.

  • Source: https://openslr.org/32/
  • This derivative is likewise CC BY-SA 4.0. Anything you distribute that is a derivative of it — including, arguably, model weights trained on it — is subject to ShareAlike. Decide whether that is acceptable before building a closed product on top of it.

Contents

path what
wavs/ 2,161 utterances, 22,050 Hz mono 16-bit
metadata.csv file_name, transcription, speaker_id, speaker — HF AudioFolder format
xh_audio_sid_text_train_filelist.txt VITS format path|speaker_id|text, 2,137 rows
xh_audio_sid_text_val_filelist.txt same, 24 rows (2 per speaker)
speakers.json speaker string → contiguous id
config_xhosa.json VITS config, validated against vctk_base.json

Measured properties

audio 2.61 h (from 3.11 h before filtering), 22,050 Hz mono
utterances 2,161 (from 2,420)
speakers 12, ids 0–11
utterance length median ~4.3 s, 98.9% within 1–11 s
symbol set 37: _;:,.!?'"- + az

Speaker pitch (measured, autocorrelation median F0)

id speaker median F0 reads as
5 4291 149 Hz male candidate (only 7.4 min)
8 6975 162 Hz ambiguous
0,1,2,3,4,6,7,9,10,11 176–218 Hz female

This corpus is effectively female-only. The single male candidate has 7.4 minutes, which cannot carry a voice. To get a male default voice, add your own recordings as an additional speaker id and let the multi-speaker embedding separate timbre from the Xhosa phonology learned here.

What was changed from the source

  1. Resampled 48,000 → 22,050 Hz using scipy.signal.resample_poly (exactly 147/320, so no approximation).
  2. Transcripts normalised by xhosa_text.xhosa_cleaners: NFKC, curly punctuation folded to ASCII, ée (×4) and ćc (×1), lowercased, whitespace collapsed, characters outside the symbol set removed.
  3. 259 utterances dropped (29.5 min) — every one containing digits. isiXhosa numerals take a concord prefix agreeing with noun class (ezi-25, ayi-9, asi-8), so expanding them needs a native speaker rather than a guess. The 66 distinct values are listed in numbers_xh.json upstream; fill them in and re-run prep to recover that audio.
  4. English utterances kept. ~11% of the source is English read by the same Xhosa speakers (a collection artefact — several are from Jack London's Call of the Wild). They are real human audio, correctly transcribed, and code-switched English is realistic in South African speech.

Why no IPA click symbols

isiXhosa orthography writes its clicks as the plain letters c, q, x plus digraphs (ch, gc, nc, ngq, xh, gx, nx…). Measured across these transcripts and 15.5M characters of other Xhosa text, the letter inventory is exactly ASCII az. The IPA click characters ǀ ǃ ǁ ǂ do not occur and must not be in the symbol set — this is a grapheme model.

Training

Copy xhosa_text.py into the VITS repo as text/xhosa.py, then:

# text/symbols.py
from text.xhosa import symbols

# text/cleaners.py
from text.xhosa import xhosa_cleaners
python train_ms.py -c config_xhosa.json -m xhosa_vits   # train_ms = multi-speaker

n_speakers is 12 and gin_channels is 256; both are required for the multi-speaker path. cleaned_text is true because the text here is already normalised — the loader must not clean it a second time.

Inference

sid = torch.LongTensor([5])            # which of the 12 voices
audio = net_g.infer(x, x_lengths, sid=sid, noise_scale=.667,
                    noise_scale_w=0.8, length_scale=1.0)[0][0,0].data.cpu().float().numpy()

length_scale controls speed (higher is slower).

Downloads last month
144