translation
translation
{ "en": "A floating dock being a live structure, it is essential that the ship be supported by breast shores placed between the ship and the side of the dock.", "xh": "Idokhi edadayo ibasisakhiwo esiphilileyo, kuyimfuneko ukuba inqanawa ixaswe lidonga langaphantsi lokukhusela ezibekwe phakathi kwenqanawa kunye necala ledokhi." }
{ "en": "The pressure of the shores also resists the tendency for the walls of the dock to deflect inwards when the ship is resting on the blocks.", "xh": "Ucinezelo lweizibonda luxhasa kwithambeka lamadonga edokhi ukuze iphambukele ngaphakathi xa inqanawe ixhathise kwidokhi." }
{ "en": "Patent slip", "xh": "Ubuchule bomtyibilizi" }
{ "en": "This consists of a sloping runway of masonry or concrete, extending some distance below the low water mark, on which rails are laid.", "xh": "Inezizinto ithambeka eliyindlela yokubalaeka yemasinari, eyongeza umgama ngaphantsi kophuwa lamanzi olongezantsi, apho intonga zibekwa khona." }
{ "en": "A cradle, fitted with a wheeled carriage, is run out to receive the vessel when there is sufficient water.", "xh": "Isiqalo, esilingane ivili lekhareji, libaleka ngaphandle ukwamkela inqanawa xa kukho amanzi awaneleyo." }
{ "en": "The vessel and cradle are hauled up the runway by winch or capstan until they are clear of the water.", "xh": "Inqanawa nesiqalo zitsala indlela ebalekayo ngesihobo sokutsala de zibekanti zicacile emanzini." }
{ "en": "Marine railway", "xh": "Indlela yenqanawa zorhwebo" }
{ "en": "This is the term usually applied in Canada and the United States of America to a patent slip.", "xh": "Eliligama elingundoqoq elisoloko lisetyenziswa eKhanada kunye nase Unite States of America ukuukucacisa umtyibilizi." }
{ "en": "Gridiron (or grid)", "xh": "Irostile" }
{ "en": "This is a platform, usually sited against a tidal wall of a dockyard, on which a vessel is berthed at high water for underwater inspection at low water.", "xh": "Eli liqonga, eliqheleke libasecaleni komjelo wedonga le yadi yedokhi, apho inqanawa ibekwa kumanzi aphezulu phantsi ukwenzela uhlolo lwamanzi angaphantsi kumanzi asezantsi." }
{ "en": "The grid is normally constructed of parallel baulks of timber secured to the wall.", "xh": "Irostile iqheleke yakhiwe ngebalikhi zamaplangaezinxuseneyo ezikhuselekiyo eludongeni." }
{ "en": "BASINS", "xh": "Izibuko" }
{ "en": "When a ship is loading, unloading, being repaired or fitted out (after launching) it is safer and more convenient for her to be berthed in non-tidal waters.", "xh": "Xa inqanawa ilayisha, ingalayishi, ilungiswa okanye ilinganiswa (emveni kokundululwa) ikhuselekile kwaye ikulungele ngaphezulu yona ibekwe kwindawo engeyo mijelo." }
{ "en": "Basin or wet dock", "xh": "Izibuko okanye idokhi emanzi." }
{ "en": "This is an area of water which, except for its entrance, is enclosed with walls of masonry and excavated to a sufficient depth to take floating ships.", "xh": "Le yindawo yamanzi ngaphandle kosango lwayo, ivalwe ngedonga lemansori kwaye imigxunya ibakwi ]nzulu eyaneleyo ukuthatha inqanawa edadayo." }
{ "en": "The water is shut in by caissons or gates, and is kept at a level sufficient to ensure that ships remain afloat.", "xh": "Amanzi avalelwa ngaphakathi yikhayisoni okanye amasango, agcinwa kumgagatho owaneleyo ukuqononondisa ukuba inqanawa imi idada." }
{ "en": "The entrance is usually through a lock.", "xh": "Isango lisoloko lutshixiwe." }
{ "en": "Lock", "xh": "Ukutshixa" }
{ "en": "This is an excavated channel or approach to a basin or wet dock, faced with masonry and fitted at each end with a caisson or gates.", "xh": "Lo ngumgxunya womjelo okanye ungeneleleo kwizibuko okanye kwidokhi emanzi, ejongene nemasori kunye elingeneyo nyo inye isipjelo khayisoni kunye nesango." }
{ "en": "Ships may then be moved to or from tidal waters at certain states of the tide without appreciably altering the level of the water in the basin or wet dock.", "xh": "Inqanawa ingasuswa kumjelo yamanzi kwimeko ezithile zemijelo ngaphandle kokuwamkela utshintsho lo mgagatho wamnzi kwizibuko okanye wkidokhi emanzi." }
{ "en": "Some locks are designed for use as dry docks.", "xh": "Amanye amaqhanga enziwe ukuze astyenziswe kwidokhi ezomileyo." }
{ "en": "Camber", "xh": "Igophe" }
{ "en": "This is a made-up strip of sloping foreshore from above high water level to well below low water level used for hauling boats clear of the water.", "xh": "Le yenza isiqwempu sethambeka sesesibonda esingaphambili ukusuka ngaphezulu kumgagatho wamanzi ukuya kumanzi ngaphantsi komgagatho asetyenziswa ukutsala inqanawa icace emanzini." }
{ "en": "The term is also applied to a small dock or tidal basin which has an open entrance and may dry out at low water.", "xh": "Eli gama lingundoqo lisetywnziswa nakwi dokhi ezincinci okanye kwijelo lezibuko elivule usango linokoma ngamanzi asezantsi." }
{ "en": "JETTIES, PIERS AND SIMILAR STRUCTURES", "xh": "IBRORHO YENQANAWA ELWANDLE, INTSIKA YEBRORHO KUNYE NEZAKHIWO EZIFANAYO" }
{ "en": "Jetty.", "xh": "Ibrorho engena elwandle ekumisa kuyo inqanawa" }
{ "en": "Pier.", "xh": "Ibrorho ekumisa kuyo inqanawa" }
{ "en": "Mole or breakwater.", "xh": "Udonga olungena elwandla lokuqanda amaza pkanye ukophula amanzi" }
{ "en": "Groins.", "xh": "Imbombo eyenziwe ngokudibana kwempahla namagophe." }
{ "en": "MISCELLANEOUS", "xh": "EENTLOBO-NGEENTLOBO" }
{ "en": "Brow.", "xh": "Umqegqelezi" }
{ "en": "Between wind and water.", "xh": "Phakathi komoya namanzi" }
{ "en": "Careening.", "xh": "Ithambeka" }
{ "en": "Catamaran.", "xh": "Isikhitshane esineziqu ezibini ezidityanisiweyo" }
{ "en": "Cove.", "xh": "Itheku elincinane" }
{ "en": "Creek.", "xh": "Itheku elimxinwa" }
{ "en": "Dolphins.", "xh": "Ihlengesi" }
{ "en": "Dumb lighter.", "xh": "Isimumu senqanawa esisetyenziswa ukusa impahla kwinqanawa enkulu engakwaziyo ukungena ezibukweni nokuthula umthwalo wayo." }
{ "en": "Floating bridge.", "xh": "ibrorho edadayo" }
{ "en": "Gang-plank.", "xh": "Iqela lamaplanga" }
{ "en": "Gangway.", "xh": "iqela lendlela" }
{ "en": "Hard.", "xh": "Ubunzima bethoni elishumi elinambini ongasebenziyo." }
{ "en": "Lighter.", "xh": "Ubukhaphu-khaphu" }
{ "en": "Piles.", "xh": "Imfumba" }
{ "en": "Pontoon.", "xh": "Izikhitshane ezenze umkrozo ukwenza ibrorho." }
{ "en": "Stream.", "xh": "Umsinga" }
{ "en": "Trot.", "xh": "Ukunkcunkca" }
{ "en": "Turnaround.", "xh": "Ukujika ubuye" }
{ "en": "Warp.", "xh": "Umchako" }
{ "en": "Winding.", "xh": "Ukujija" }
{ "en": "SEA MEASURES Fathom", "xh": "Imilinganiselo yaselwandle yenyawo ezintandathu" }
{ "en": "Cable", "xh": "Intsonela yokubophelela inqanawa" }
{ "en": "Nautical mile or sea mile", "xh": "Imayile ezisetyenziswa elwandle okanye imayile zolwandle" }
{ "en": "Knot", "xh": "Umlinganiselo wesantya senqanawa." }
{ "en": "A platform built out from the shore on piles so that there is sufficient depth alongside it to berth ships.", "xh": "Iqonga lakhiwe nagphandle kwisivingco samaplanga ukuze kubekho ubunzulu obaneleyo ngakwindawo yokuhlalisa inqanawa." }
{ "en": "A narrow jetty built of masonry or on piles usually extending seaward at right angles to the line of the shore. It may be used as a breakwater or as berths for shipping.", "xh": "Ibrorho ebuyileyo eyakhiwe ngemansori okanye esoloko isongeza ucandelo lwaselwandle kkwiengile yasekunene kumgca wesivingco.Isenokusetyenziswa njnge sophula manzi okanye indawo yokuhlala inqanawa." }
{ "en": "These are bays, formed by a series of jetties or piers, for accommodating a number of small ships in berths alongside.", "xh": "Kukho amatheku enziwe zibrorho ezimisa inqanawa ezilandelelanayo okanye nge brorho ekumisa kuzo inqanawa, ukuzekuhlaliswe inqanawa ezincinci ezimbalwa kwindawo yokuhlala inqanawa." }
{ "en": "A long pier of heavy masonry built on the seaward side of a harbour for protection. It may be designed for berthing ships on its shore- ward side, either alongside or with anchors down and wires from the stern to bollards (mooring posts) firmly embedded in it.", "xh": "Ibrorho yokumisa inqanawa eyakhiwe ngemansori enzima kwicandelo lenqanawa ukwenzela ukhuseleko lwezibuko. Isenokwenziwa ukuze ihlalise inqanawa kwicandelo lwesivingco okanye kunye neankile namacingo ukusuka kwisiqu ukuya kwintambo zokubophelela inqanawa (into ekubotshelelwa kuzo inqanawa) iqiniswe izinze kuzo." }
{ "en": "Timber and board constructions between high and low water marks to prevent coast erosion by the scouring action of the sea.", "xh": "Amaplanga kunye nebhodi zokwakha phakathi kophawu lobuphezulu nasezantsi samanzi ukukhusela ukhukuliseko lonxweme ngenxa ypkukuliseko olwenziwa lulwandle." }
{ "en": "A narrow platform placed between ship and shore for embarkation and disembarkation, sometimes called a gangway.", "xh": "Iqonga elibuyileyo elibekwe phakathi kwenqanawa kunye kunye nesivingcp ukwenzela ukulayisha nokungalayishi, ngelinye ixesha ibizwa ngokuba liqela lendlela." }
{ "en": "The term used to describe that part of a ship's side near the waterline which is alternately submerged and exposed by the move- ment of the waves and the rolling of the ship, It is also used to describe that part of a sea wall, pile, etc. which is uncovered between high and low water.", "xh": "Igama elingundoqo elisetyenziswa ukuchaza elicala lenqanawa lisecaleni komgca wamanzi elitshintshstshintshayo ukuntshona nokuvela ngenxa yentshukumo yamaza nokuqengqeka kwenqanawa, Ikwasoloko isetyenziswa ekuchazeni icala lodonga lwaselwandle, amaplanga njal0-njalo. Ingagqunywanga phakathi kobuphezulu nobuzantsi bamanzi." }
{ "en": "A vessel is careened when she is heeled over on one side, by shifting weights across the decks, or by hauling her mast over by tackle, or by grounding her in shoal water on a falling tide so that part of the ship's bottom is exposed for cleaning or repairs.", "xh": "Inqanawa ithambekiswa xa iguqulelwa kwelinye icala , ngokutshintsha ubunzima bedekhi, okanye ngokutsala imasti yayo ngaphay kwentambo zesikhephe , okanye ngokuyibeka kwisidibi samanzikumjelo owehlayo ukuze indawo yenqanawa esezantsi ikwaziwe ukucocwa okanye ilungiswe." }
{ "en": "A stoutly constructed wooden or steel raft placed between ships or between ship and jetty to avoid damage to the ship or jetty.", "xh": "Isihlenga esomelelyo esenziwe ngomthi okanye ngentsimbi sibekwa phakathi kwenqanawa okanye phakathi kwenqanawa kunye nebrorho emisa inqanawa ukuphephe imosharha enokwenzeka kwinqnawa okanye ibrorho yokumisa inqanawa." }
{ "en": "A small bay, the greater part of which is land-locked.", "xh": "Itheku elincinci, yindawo enkulu ejikelwezwe ngumhlaba." }
{ "en": "A narrow inlet or arm of the sea.", "xh": "Umkhono obuyilelyo wolwandle." }
{ "en": "Mooring posts, usually composed of groups of piles, driven into the bottom of a harbour.", "xh": "Indawo zokubophelela inqanawa zenziwe zayimfumba zaze zaqhutyelwa emazantsi ezibuko." }
{ "en": "A lighter without means of self-propulsion (see Lighter).", "xh": "Inqanawa esetyenziswa ukuthutha impahla kwenye inqanawa engena ndlela yokuziqhubela phambili (Bona le nqanawa)" }
{ "en": "A form of ferry which is warped from shore to shore by hauling on chains or wires laid across the bed of a channel or river.", "xh": "Uhlobo lwenqanawa jikajika libotshelelwe ngamatsheyina nentambo ukusuka elunxwemeni ukuya kwelinye inqumnle ibhedi yomjelo okanye yomlambo." }
{ "en": "A narrow platform placed between one ship and another for embarkation and disembarkation.", "xh": "Iqonga elibuyileyo ebekwe phakathi kwenqanawa kunye nenye ukwenzela ukulayishwa nokothulwa enqanaweni." }
{ "en": "The opening in the bulwarks or position in the ship's side by which the ship is entered or left. The term is also used to describe a passage in a ship, and sometimes used to describe the platform between ship and shore .", "xh": "Ukuvuleka kwendawo kwendawo kwicala apho inqanawa zithi zingene okanye zishiyeke. Eligama lingundoqo lisetyenziswa ukuchaza iholo kwinqanawa ngamanye amaxesha ukuchaza iqonga phakathi kwenqanawa nonweme." }
{ "en": "A made-up strip of foreshore used as a landing place for boats at low water.", "xh": "Eyenziwe ngemicwe yomphambili wonxweme isetyenziswa njenge ndawo yokumisa inqanawa kwindawo enamanzi asezantsi." }
{ "en": "A vessel used for transporting cargo or stores to or from a ship.", "xh": "Inqanawa eyenzelwe ukuthutha umthwalo okanye iwugcine kwinqanawa." }
{ "en": "Baulks of steel-pointed timber or lengths of ferro-concrete which are driven into the harbour bottom and used as the foundations for the platforms of piers and jetties. Some wooden piles are used for facing the sides of stone or concrete wharves. Some piles are made of steel sections which are embedded in rock and reinforced concrete.", "xh": "Imfumba yentsimbi -amaplanga atsolo okanye okanye ubude bekhonkrithi eyomelezwe ngentsimbi eziqhutyelwe emazantsi ezibuko ezisetyenziswa njenge siseko seqonga sentsika yebrorho kunye nebrorho yokumisa inqanawa. Enye imfumba yemithi isetyenziswa ukujonga amacala amatye kunye nekhonkrithi. Ezinye imfumba zenziwe ngentsimbi ezizinziswe kumatye zomelezwa ngekhonkrithi." }
{ "en": "The 'stream' is a general term to describe the navigable channels and anchorages in the tidal waters of an estuary or river.", "xh": "Imijelo ligama elingndoqo jikelele ukuchaza imijelo ehamba inqanawa neankile ziqiniswe emanzini kwichweba lomlambo okanye emlanjeni." }
{ "en": "A line of moored buoys between which a number of small ships can be secured head and stern.", "xh": "Imigca yentambo edadayo phakathi kwenqanawa ezincinci ukuze zikhuseleke intloko kunye nesiqe." }
{ "en": "A rope extending between ship and shore, for moving (warping) the ship without using her engines.", "xh": "Intambo eyongeziweyo phakathi kwenqanawa kunye nonxweme, ukushukumisa (ukujikajika) inqanawa ngaphandle kokusebenzisa i-injini yayao." }
{ "en": "The action of turning a ship the other way round in her berth (turning end for end).", "xh": "Isenzo sokujika inqanawa kwelinye icala kwindawo yayo yokumisa (ukujika kwisiphelo ukuya kwesinye isiphelo)." }
{ "en": "One fathom is equal to 6 ft. The fathom is the general unit of measurement for ropes, hawsers, depths of water and soundings.", "xh": "Umlinganiselo wenyawo ezintandathu ulingana ne ft ezintandathu. Umlinganiselo wenyawo ezintandathu ingumvo jikelele womlinganiselo wentambo, intambo yentsimbi, ubunzulu bamanzi kunye nesandi." }
{ "en": "One cable is equal to one-tenth of a nautical mile (sea mile) and measures 608 ft, or roughly 200 yd. It is the unit for measuring short distances. (The length of a ship's anchor cable was once 101 fathoms (606 ft); the length of a modern ship's anchor cable varies with the type and size of the ship and bears no relation to the cable measure.)", "xh": "Xa intsoneleo yokubophelela inqanawa ilingana nemayile ezilishumi (imayile zaselwandle) kwaye ilinganiselwe ne680ft, okanye nje kwi200 yd. Ngumvo wokulinganiselela imigama omfutshane. (Ubude be ankile yentsontela yokubophelela inqanawa kuqala babukhe bayi101 yenyawo ezintandathu (606 ft), ubude beankile yentsontela yokubphelela inqanawa yezinqanawa zikhona iyashiyan ngokobungakananai benqanawa kwaye ayinakunyamezela unxulumano kumlinganiselo wentsontelo." }
{ "en": "One nautical or sea mile is equal to 6,080 ft, or roughly 2,000 yd. It is the unit of measurement for long distances.", "xh": "Imayile enye yolwandle ilingana kunye ne 6,080 ft, okanye nje 2,0000 yd. Ingumlinganiselo womgama omde." }
{ "en": "A knot is a unit of speed equal to one nautical mile per hour. For example, a ship may be steaming at 15 knots. (The expression 'knots per hour' is incorrect and should never be used to describe speed.) The term is derived from a method of measuring speed in the days of sail, when a piece of wood attached to a line was thrown overboard; the number of equally-spaced knots in the line that passed over the taffrail in a fixed time gave the speed of the ship in knots.", "xh": "Isatya senqanawa ngumvo olingana memayile yaselwandle ngeyure. Umzekelo inqanawa ingabaleka ngesantya esiku 15. (Xa isantya esibonisa ngeyure siphosisa kufuneka singaphinde sisetyennziswe ukuchaza isantya.) Eligama lingundoqo lisuselakwindlela esetyenziswayo yokulinganisa isantya ngentsuku sokuhamba ngenqanawa, Xa iqhekeza lo mthi lithe lachamathela kumgca liphoswa emanzini, uninzi lwesantya senqanawa olunethuba olulinganayo kumgca ogqitha kumva wenqanawa kwixesha elimisiweyo inika isantya nqanawa." }
{ "en": "", "xh": "" }