id
stringlengths 1
4
| tokens
sequence | ner_tags
sequence |
---|---|---|
6100 | [
"Okwesithathu",
",",
"abahlali",
",",
"uluntu",
"nabanebango",
"abachaphazeleka",
"ngqo",
"yi-IDP",
"mabanikwe",
"ithuba",
"lokuveza",
"izimvo",
"zabo",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6101 | [
"Amanzi",
"athi",
"aziphumele",
"kwivalve",
"nangona",
"umqheba",
"wokugungxula",
"ume",
"ngendlela",
"efanelekileyo",
"yokuvala",
"ukuba",
"amanzi",
"angaphumi",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6102 | [
"Lo",
"Mthetho",
"uYilwayo",
"uthi",
"unike",
"umkhomba",
"ndlela",
"wentlawulo",
"zezicelo",
",",
"iintlawulo",
"zezicelo",
"zonyaka",
"kwakunye",
"nezohlwayo",
"eziqingqwe",
"nguMphathiswa",
"owongamele",
"unikezelo",
"lwamaphepha-mvume",
"otywala",
"kwiphondo",
"leNtshona",
"Kapa",
"."
] | [
0,
7,
8,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
6,
0
] |
6103 | [
"IiNkonzo",
"zokuTolika",
"ngoMnxeba",
"zaseMzantsi",
"Afrika",
"(",
"TISSA",
")",
"linyathelo",
"lokuqala",
"leSebe",
"lobuGcisa",
"neNkcubeko",
"ukuxhasa",
"ukusetyenziswa",
"kolwimi",
"lwakho",
"lokuzalwa",
"."
] | [
7,
7,
8,
5,
6,
0,
7,
0,
0,
0,
3,
4,
4,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6104 | [
"Kukho",
"amazwe",
"angama-54",
"e-Afrika",
"ekukho",
"kuwo",
"amazwe",
"angamalungu",
"angama-53",
"."
] | [
0,
0,
0,
5,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6105 | [
"Izifundo",
"ngokuHlola",
"iziNto",
"eziSetyenziswayo",
"neziCwangciso",
"zeFama",
"."
] | [
7,
0,
7,
0,
7,
7,
0
] |
6106 | [
"Asinabani",
"singathembela",
"kuye",
"Bawo",
",",
"asinabani",
"onokuguqula",
"isimo",
"sonyana",
"wethu",
"uZizamele",
"ngaphandle",
"kwakho",
"."
] | [
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
1,
0,
0,
0
] |
6107 | [
"IPalamente",
"yaseNtshona",
"Koloni",
"mayenze",
"amalungiselelo",
"eenkonzo",
"zokutolika",
"nokutolikela",
"kwiilwimi",
"ezintathu",
"zaseburhulumenteni",
"ngexesha",
"lengxoxo",
"kwiPalamente",
"yePhondo",
"nakuzo",
"naziphi",
"iikomiti",
"zayo",
"."
] | [
3,
5,
6,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
3,
7,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6108 | [
"Xa",
"kucaca",
"ukuba",
"uFungie",
"akaphumi",
"esibhedlela",
"bakugqiba",
"ukwenza",
"amalungiselelo",
"angako",
",",
"kodwa",
"zange",
"bamtshutshise",
"ugqirha",
"ngoba",
"impilo",
"kaFungie",
"kubo",
"yayibalulekile",
"ukudlula",
"inkosana",
"yakwaZulu",
"kodwa",
"ezintliziyweni",
"zabo",
"babenqwenela",
"ukuba",
"zombini",
"ziphumelele",
"kungabikho",
"esala",
"ngemva",
"."
] | [
0,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
5,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6109 | [
"Le",
"nkqubo",
"iquka",
"iCandelo",
"loMphathiswa",
",",
"iOfisi",
"yoMlawuli-Jikelele",
",",
"ezoQhagamshelwano",
",",
"icandelo",
"loPhicotho",
"lwangaphakathi",
"kunye",
"neCandelo",
"loMlawuli",
"oyiNtloko",
"yeeNkonzo",
"ezidityanelweyo",
"."
] | [
0,
0,
0,
7,
7,
0,
7,
7,
0,
7,
0,
0,
7,
0,
0,
7,
7,
7,
7,
0,
0
] |
6110 | [
"PALESA",
":",
"(",
"EHLEKA",
")",
"Kunjalo",
"phofu",
"Tata",
"."
] | [
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6111 | [
"Mfene",
"mfazi",
"andinanyana",
",",
"amawethu",
"ayamazi",
"unyana",
"endandinaye",
"ukuba",
"walahleka",
"."
] | [
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6112 | [
"Wanqwala",
"uMthobeli",
",",
"wema",
"kulo",
"ndawo",
"inye",
"ejonge",
"uKumkani",
"enyantsula",
"ebheka",
"phambili",
"emshiya",
"emi",
"nematha",
"emonqelwe",
"mpela",
"."
] | [
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6113 | [
"Ababolekisi",
"Kwizinga",
"Elisezantsi",
":",
"Ezi",
"ziinkampani",
"okanye",
"abantu",
"ababolekisa",
"ngeemali",
"ezincinci",
"kwabo",
"banomdla",
"wokuboleka",
"."
] | [
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6114 | [
"Bathi",
"bakufika",
"apho",
"babona",
"ubuninzi",
"beempahla",
"bawa",
"amandla",
"uKumkani",
"wacela",
"abaqeshwa",
"ababini",
"ukuba",
"bakhangele",
"phakathi",
"kwezo",
"mpahla",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6115 | [
"Klerk",
"Melken",
"-",
"Mofufutso",
",",
"kwiPhondo",
"laseMntla-Ntshona",
"."
] | [
5,
6,
0,
5,
0,
7,
5,
0
] |
6116 | [
"IBhunga",
"Lophuhliso",
"lwePhondo",
"yibhodi",
"enguvuka",
"wokuwiswa",
"komthetho",
"enoxanduva",
"lokujongana",
",",
"ukuqala",
"nokuba",
"liliso",
"kwizivumelwano",
"phakathi",
"bathabathai",
"inxexheba",
"kweli",
"phondo",
"."
] | [
7,
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6117 | [
"ngaphandle",
"kokuba",
"amanzi",
"anikwa",
"okanye",
"athathwa",
"ngaphandle",
"kokugqitha",
"kwisilinganisi-manzi",
",",
"ngoqikelelo",
"nguMlawuli",
":",
"Amanzi",
"anobuninzi",
"obulolo",
"hlobo",
"aya",
"kunyanzeleka",
"alungiswe",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6118 | [
"Eli",
"Phepha",
"lamaLungelo",
"laBemi",
"lihambisana",
"nokuKhula",
"kwePhondo",
"neNdlela",
"yoPhuhliso",
"."
] | [
0,
7,
7,
7,
0,
0,
7,
7,
7,
0
] |
6119 | [
"Zonke",
"izixamali",
"ezikhankanywe",
"kumacandelwana",
"1",
"ukuya",
"ku-5",
"ziya",
"kugqitywa",
"liBhunga",
"kumaxesha",
"ngamaxesha",
".",
"27",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6120 | [
"\"",
"Hayi",
"sana",
",",
"hayi",
"ilokhwe",
"kuphela",
",",
"kufuneka",
"ubucwebe",
",",
"isiqholo",
",",
"izihlangu",
",",
"iinwele",
"mandithi",
"kufuneka",
"siqiniseke",
"ngayo",
"yonke",
"into",
"ukusuka",
"elukhakayini",
"lwentloko",
"ukuya",
"kuthi",
"ngqu",
"eluzwaneni",
"lwenyawu",
"kufuneka",
"izinto",
"zomhlaba",
",",
"ndifuna",
"lowa",
"mfana",
"womYiputa",
"abone",
"intombi",
"yomhlaba",
".",
"\""
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6121 | [
"Khumbula",
"ukuba",
"yindlela",
"ekhuselekileyo",
"nelula",
"ukusebenzisa",
"iakhawunti",
"yebhanki",
"nanjengoko",
"kunjalo",
"ukuba",
"intlawulo",
"isisiwa",
"kwaMantyi",
"iyikheshi",
"okanye",
"ngolungiselelo",
"lweganishi",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6122 | [
"Iimpepha",
"zokuthathela",
"kuwe",
"umntwana",
"umkhulise",
"ezisayiniweyo",
"zaze",
"zagximfizwa",
"isitampu",
"nguMgcini-zincwadi",
"wemicimbi",
"yokuThathwa",
"kwabantwana",
"bakhuliswe",
"ngabanye",
"abazali",
"kwiSebe",
"lezoBulungisa",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
3,
4,
0
] |
6123 | [
"Nanini",
"na",
"xa",
"kuyimfuneko",
",",
"kufuneka",
"uMphathiswa",
"aqeshe",
"ilungu",
"leBhodi",
"njengosihlalo",
"uSihlalo",
"uqeshwa",
"isithuba",
"esalathwe",
"nguMphathiswa",
"oza",
"kuthi",
",",
"ngokombandela",
"welungu",
"ekubhekiswa",
"kulo",
"kwicandelo",
"57",
"1",
"a",
"kodwa",
"angalidluli",
"ithuba",
"lakhe",
"le",
"ofisi",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6124 | [
"Photo",
"9",
":",
"Ophumelele",
"kuMlimi",
"wonyaka",
"weZixa",
"eziNcinci",
"eMpumalanga",
"nguVincent",
"Mdluli",
"."
] | [
7,
8,
0,
0,
7,
8,
7,
0,
5,
1,
2,
0
] |
6125 | [
"Fundi",
":",
"Awuyazi",
"Kholi",
"ukuba",
"umnqweno",
"wam",
"ngowokuba",
"kwesisizukulwana",
"sethu",
"sibe",
"ngabahlakaniphileyo",
"ngokwenza",
"ii",
"-choices",
"ezi-right",
"zokukhetha",
"ubomi",
"kunokufa",
"."
] | [
1,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6126 | [
"IBhunga",
"lingaqesha",
"iGosa",
"eliLawulayo",
"eliyiNtloko",
"kwaye",
"amagosa",
"angamanye",
"anjalo",
"njengoko",
"kunokucingwa",
"ngokuyimfuneko",
"ukuqhubekekisa",
"imisebenzi",
"yalo",
"."
] | [
7,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6127 | [
"Kwisithuba",
"apho",
"inyathelo",
"lithathwa",
"ngokokucingela",
"komhlathi",
"(",
"b",
")",
"wecandelo",
"elingezantsi",
",",
"uMlawuli",
":",
"Amanzi",
"unika",
"ingxelo",
"ngomba",
"lowo",
"kuMlawuli",
"weSixeko",
"ngaphandle",
"kokulibazisa",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
0
] |
6128 | [
"Libeka",
"isimiselo",
"sokuba",
"oogqirha",
"bezilwanyana",
"mabazichaze",
"izifo",
"umthetho",
"ogunyazisa",
"ukuba",
"mazichazwe",
"kweli",
"iSebe",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
3,
0
] |
6129 | [
"UMthetho",
"woBhaliso",
"lokuZalwa",
"nokuFa",
"uvumela",
"ukuvuma",
"ubuyise",
"ngutata",
"womntwana",
"ongatshatanga",
"nomama",
"womntwana",
"ozelwe",
"kungatshatwangakwaye",
"ukuzalwa",
"kwakhe",
"sele",
"kubhalisiwe",
"ngaphandle",
"kweenkcukacha",
"zikayise",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6130 | [
"Isikweliti",
"esingahlawulekiyo",
"Inkqubo",
"elandelwayo",
"kwityala",
"elingahlawulekiyo",
"1",
"Ityala",
"liya",
"kubonwa",
"njengelingenakuhlawuleka",
"ukuba",
"yenziwe",
"yonke",
"le",
"nkqubo",
"ilandelayo",
":",
"a",
"zikhutshwe",
"zonke",
"izaziso",
"yaye",
"kulandelwe",
"zonke",
"iindlela",
"ezisemthethweni",
"ezingadli",
"mali",
"ininzi",
"zokufumana",
"imali",
"etyalwayo",
";",
"okanye",
"b",
"nayiphi",
"na",
"imali",
"eyi-R500.00",
"nengaphantsi",
"kwayo",
",",
"okanye",
"loo",
"mali",
"egqitywe",
"liBhunga",
"kumaxesha",
"ngamaxesha",
"iya",
"kubonwa",
"njengemali",
"encinci",
"kakhulu",
"emva",
"kokuba",
"kwenziwe",
"unako-nako",
"wokuyifumana",
"ukuba",
"mayiphinde",
"ilandelelwe",
";",
"okanye",
"c",
"iindleko",
"zokufumana",
"eso",
"sikweliti",
"azivumi",
"ukuba",
"kuphinde",
"kuthathwe",
"amanye",
"amanyathelo",
";",
"okanye",
"d",
"imali",
"eshiyekileyo",
"yintsalela",
"emva",
"kokuhlawulwa",
"kwemali",
"ehlawulelwe",
"ipropati",
"ebhangisiweyo",
"ngenxa",
"yokutshona",
";",
"okanye",
"i",
"kukho",
"ingozi",
"yokuba",
"kufuneke",
"kurhunywe",
";",
"okanye",
"ii",
"akukho",
"nzuzo",
"eya",
"kufunyanwa",
"ngabatyalwa",
";",
"okanye",
"e",
"ipropati",
"yomntu",
"obhubhileyo",
"ayinazi-asethi",
"ezinokuhlawula",
"isikweliti",
"esisaseleyo",
"emva",
"kokwabiwa",
"kwalo",
"propati",
";",
"okanye",
"i",
"apho",
"ipropati",
"ingachazwanga",
"kuMlawuli-Nkundla",
"yaye",
"akukho",
"zi-asethi",
"zinexabiso",
"ekunokuthathwa",
"kuzo",
";",
"okanye",
"f",
"ukuba",
"kukho",
"ubungqina",
"bokuba",
"ityala",
"lidala",
"yaye",
"akusanyanzelekanga",
"ukuba",
"lihlawulwe",
";",
"okanye",
"g",
"umkweliti",
"akafumaneki",
"okanye",
"akakwazi",
"kuchazwa",
"ukuba",
"ngubani",
"ukuze",
"kukwazeke",
"ukuba",
"kuqhutyekwe",
"namanyathelo",
";",
"okanye",
"i",
"umkweliti",
"wemka",
"waya",
"kwelinye",
"ilizwe",
"akashiya",
"ziasethi",
"zinexabiso",
"elaneleyo",
"lokuba",
"kungenziwa",
"ibango",
"kuzo",
"liBhunga",
";",
"okanye",
"h",
"akukho",
"bungqina",
"ukuba",
"sikho",
"okunene",
"eso",
"sikweliti",
";",
"okanye",
"i",
"inkundla",
"ikhuphe",
"isigqibo",
"sokuba",
"loo",
"mali",
"ayinakukwazi",
"ukufumaneka",
";",
"okanye",
"i",
"eso",
"sikweliti",
"sidalwa",
"yimpazamo",
"eyenziwe",
"licandelo",
"lezemali",
"okanye",
"lolawulo",
"likaMasipala",
";",
"okanye",
"j",
"zonke",
"iimali",
"ezisemva",
"ziya",
"kucinywa",
"apho",
"abasebenzisi",
"bamanzi",
"abayinxalenye",
"yeSicwangciso",
"esiHlanganisiweyo",
"soLungiso",
"lokuVuza",
"kwaManzi",
",",
"apho",
"ixabiso",
"lepropati",
"eliphuculweyo",
"lingaphantsi",
"kwe-R199",
"000.00",
",",
"okanye",
"lelo",
"ligqitywe",
"liBhunga",
"kumaxesha",
"ngamaxesha",
",",
"ziye",
"zalungiswa",
"ezo",
"ndawo",
"zinamanzi",
"avuzayo",
"yaye",
"kwisithuba",
"seenyanga",
"ezintandathu",
"ukusukela",
"emva",
"kokuba",
"kulungiswe",
"loo",
"nto-",
"i",
"baye",
"bawahlawula",
"amatyala",
"abo",
"amanzi",
"nawogutyulo",
"ngomhla",
"okanye",
"phambi",
"komhla",
"obekiweyo",
";",
"yaye",
",",
"ii",
"amanzi",
"abawasebenzisi",
"ngokugqithisileyo",
";",
"iii",
"umba",
"weenyanga",
"ezintandathu",
"ekubhekiswe",
"kuwo",
"kumhlathana",
"j",
"awusebenzi",
"kwipropati",
"efakelwe",
"isixhobo",
"solawulo",
"lokuhamba",
"kwamanzi",
";",
"okanye",
"k",
"amatyala",
"asuka",
"kumacandelo",
"abekade",
"elawula",
"isixeko",
"ngaphambili",
",",
"ekungoku",
"ayinxalenye",
"yeSixeko",
"saseKapa",
";",
"okanye",
"l",
"inkcitho",
"eyenziweyo",
"malunga",
"namatyala",
"angaphakathi",
"asegameni",
"leSixeko",
"saseKapa",
",",
"iphakanyiswe",
"kuwo",
"nawuphi",
"na",
"unyakamali",
"ogqithileyo",
";",
"okanye",
"m",
"ukuguqulwa",
"kwentsalela",
"zamatyala",
"amadala",
"abakweliti",
"asuka",
"koomasipala",
"abebephethe",
"ngaphambili",
"abayinxalenye",
"yeSixeko",
"saseKapa",
"ngoku",
",",
"nalapho",
"kwakuthathwe",
"amanyathelo",
"angawo",
"ukufumana",
"ezo",
"zikweliti",
";",
"okanye",
"n",
"bonke",
"abakweliti",
"ababhaliswe",
"njengabahluphekileyo",
"njengoko",
"kuchaziwe",
"kumba",
"24",
"1",
"aya",
"kucinywa",
"amatyala",
"abo",
";",
"okanye",
"o",
"ukuba",
"ngaba",
"umkweliti",
"uqinisekisa",
"ukuba",
"uza",
"kulihlawula",
"lonke",
"ityala",
"kube",
"oko",
"kubhalwe",
"phantsi",
"nguManejala",
"weSixeko",
"ngokwemiqathango",
"yecandelo",
"14",
"2",
"loMthetho",
"kaMasipala",
"woLawulo",
"lwaMatyala",
"noQokelelo",
"lweZikweliti",
";",
"okanye",
"p",
"onke",
"amatyala",
"angekahlawulwa",
"angacinywa",
"njengezikweliti",
"ezibi",
"apho",
"iBhunga-",
"i",
"lixuthe",
"nayiphi",
"na",
"ipropati",
";",
"okanye",
"ii",
"lithenge",
"nayiphi",
"na",
"ipropati",
"ngokwemiqathango",
"yecandelo",
"10",
"1",
"f",
";",
"okanye",
"q",
"onke",
"amatyala",
"angekahlawulwa",
"angacinywa",
"njengezikweliti",
"ezibi",
"apho",
"ipropati",
"ithathwe",
"nguRhulumente",
"ngokwemiqathango",
"yomthetho",
"oyi-Prevention",
"of",
"Organised",
"Crime",
"Act",
"121",
"ka-1998",
";",
"okanye",
"i",
"apho",
"abantu",
"ebebehlala",
"kwindlu",
"bekhutshiwe",
"kwipropati",
"yeBhunga",
",",
"yePhondo",
"okanye",
"ekaRhulumente",
"ngenxa",
"yeziganeko",
"zolwaphulomthetho",
"."
] | [
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
6,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
6,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
6,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
7,
0,
7,
8,
8,
8,
8,
8,
8,
8,
8,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
7,
8,
8,
8,
8,
8,
8,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0
] |
6131 | [
"Iitoti",
"neebhotile",
"ezigcina",
"izinto",
"zokucoca",
"iplastiki",
"eqinileyo",
"efana",
"naleyo",
"isetyenziselwa",
"ukufaka",
"iHandy",
"Andy",
",",
"ibleach",
",",
"isepha",
"engamanzi",
"yokuhlamba",
"izitya",
",",
"isithambisi-mpahla",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6132 | [
"IPalamente",
"kufuneka",
"yenze",
"le",
"mithetho",
"kubhekiselwe",
"kuyo",
"kwicandelwana",
"(",
"6",
")"
] | [
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6133 | [
"Eli",
"phulo",
"yintsebenziswano",
"phakathi",
"kweSebe",
"Lemicimbi",
"Yenkcubeko",
",",
"Imidlalo",
"Nokuzonwabisa",
",",
"iphulo",
"iSafer",
"Schools",
"Project",
",",
"iSebe",
"Lokhuseleko",
"Loluntu",
"kwakunye",
"neMulti-Agency",
"Delivery",
"Action",
"Mechanism",
"(",
"iMADAM",
"ngamafuphi",
")",
",",
"nto",
"leyo",
"ehlanganisa",
"amaqumrhu",
"ahlukeneyo",
"ekulweni",
"ulwaphulo-mthetho",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
3,
4,
4,
4,
4,
4,
0,
0,
7,
8,
8,
0,
3,
4,
4,
0,
7,
8,
8,
8,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6134 | [
"Nangona",
"isibonelelo",
"secandelo",
"elingezantsi",
"uMlawuli",
":",
"Amanzi",
"unakho",
"ngosebenziso",
"olukhethekileyo",
"kufakelo",
"olukhethekileyo",
",",
"ukuvumela",
"ufakelo",
"okanye",
"usebenziso",
"lombhobho",
"okanye",
"isilinganisi",
"samanzi",
"esingaqukwanga",
"kuluhlu",
"lwenkqubo",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6135 | [
"PALESA",
":",
"Usenzile",
"ke",
"Tata",
"isigqibo",
"sokuyifaka",
"kutyalo-mali",
"imali",
"yakho",
"?"
] | [
1,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6136 | [
"Rhoqo",
"ngonyaka",
"iPalamente",
"ichonga",
"umxholo",
"ngokuxhotyiswa",
"yinqwalasela",
"yobuchule",
"bePalamente",
"."
] | [
0,
0,
3,
0,
0,
0,
0,
0,
3,
0
] |
6137 | [
"Umlawuli",
"weSixeko",
"uthetha",
"umntu",
"obekwe",
"njengoMlawuli",
"weSixeko",
"ngokwecandelo",
"loMthetho",
"wooRhulumente",
"beMimandla",
":",
"UMthetho",
"weZiseko",
"zooMasipala",
",",
"1998",
"uMthetho",
"Nomb",
"."
] | [
7,
7,
0,
0,
0,
7,
7,
7,
8,
8,
8,
0,
7,
8,
8,
8,
8,
8,
8,
0
] |
6138 | [
"speeDo",
":",
"Kulungile",
"Mhlekazi",
",",
"siyabulela",
"kakhulu",
"."
] | [
1,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0
] |
6139 | [
"Yathi",
"inkwenkwe",
",",
"\"",
"Hayi",
",",
"Tata",
",",
"kulungile",
"sohamba",
"sobabini",
",",
"ndiza",
"kuya",
"narn.",
"\""
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6140 | [
"Phantsi",
"kwezi",
"mvumelwano",
"kunye",
"nezinye",
"uRhulumente",
"woMzantsi",
"Afrika",
"ubophelelekile",
"ekukhuseleni",
"ukwahlukana",
"ngokwebhayoloji",
"jikelele",
"kunye",
"kwiindidi",
"ezininzi",
"ezibanzi",
"ezicingelwa",
"ukuba",
"zinobungozi",
"luluntu",
"lolondolozo",
"lwamazwe",
"ngamazwe",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
7,
5,
6,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6141 | [
"ManDi",
":",
"Ngomso",
"ke",
"Nesi",
"ndiyahamba",
"kuba",
"izikolo",
"ziza",
"kuvulwa",
"."
] | [
1,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6142 | [
"Izigqibo",
"zeBhunga",
"zingqinwa",
"kwaye",
"zigunyaziswe",
"nguMphathiswa",
",",
"kwaye",
"abantu",
"kunye",
"namaziko",
"angahambiselaniyo",
"nezigqibo",
"zeBhunga",
"anokuthi",
"atshutshiswe",
"."
] | [
7,
7,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0
] |
6143 | [
"Wathi",
"ukuba",
"uKumkani",
"ambone",
"uMthobeli",
"waya",
"enyathelela",
"phezulu",
",",
"wafika",
"wamthatha",
"wamsa",
"kwindawo",
"ebucala",
"."
] | [
0,
0,
7,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6144 | [
"Ukumisa",
"ngokomthetho",
"okanye",
"ukugunyazisa",
"amaxwebhu",
"yinkqubo",
"yokuqinisekiswa",
"kwemisayino",
"kwaye",
"kuthetha",
"ukuba",
"amaxwebhu",
"asemthethweni",
"afakelwe",
",",
"atywinwa",
"kwaye",
"asayiniwe",
"nokuba",
"kungeSiqinisekiso",
"seApostille",
",",
"okanye",
"ngoGunyaziso",
"lwesiQinisekiso",
"apho",
"amazwe",
"angeyonxalenye",
"yeNgqungquthela",
"yase",
"Hague",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
0,
3,
4,
4,
0
] |
6145 | [
"Iinkonzo",
"zeengcebiso",
"kwiintsapho",
"ezichatshazelwe",
"ngubhubhane",
"we-HIV",
"/",
"AIDS",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0
] |
6146 | [
"UKumkani",
"wamthatha",
"bucala",
",",
"wamtyityimbisela",
"umnwe",
",",
"wamxelela",
"ukuba",
"yena",
"angakulinge",
"amqhele",
"kakubi",
"akafuni",
"kuphinda",
"ave",
"no",
"nywe",
"nantoni",
"na",
"nditsho",
"iinyembezi",
"ebusweni",
"buka",
"Mafungwashe",
"akafuni",
"nokuyelam",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
1,
0,
0,
0
] |
6147 | [
"Xa",
"kukhutshwa",
"uxwebhu",
",",
"imihla",
"yokuwangenisa",
"ekuxoxwe",
"ngayo",
"phakathi",
"komxhasi",
",",
"i-NLS",
"/",
"LU",
"kunye",
"nomguquli",
"ongasebenzi",
"xesha",
"lipheleleyo",
"obandakanyekayo",
"kufuneka",
"ikhonjiswe",
"ngawo",
"onke",
"amaxesha",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
3,
0,
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6148 | [
"ngesicelo",
"esibhaliweyo",
"ukuba",
"kwenziwe",
"oko",
"ngumntu",
"ogcina",
"iincwadi",
"zerejista",
"b",
"Xa",
"isizathu",
"sokurhoxisa",
"okomzuzwana",
"siphelile",
",",
"umPhathiswa",
"angaluphelisa",
"olo",
"rhoxiso",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0
] |
6149 | [
"Ukudluliselwa",
"Kweenkonzo",
"Zikarhulumente",
"Kumashishini",
"Abucala",
"-",
"Apho",
"iinkonzo",
"zoluntu",
",",
"ezifana",
"nokubonelelwa",
"ngombane",
",",
"zithengiselwa",
"iinkampani",
"zabucala",
"."
] | [
0,
7,
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6150 | [
"INAFVSA",
"licandelo",
"leNdawo",
"yeSizwe",
"yokugcina",
"iiMbalo",
"ezibalulekileyo",
"zeloMzantsi",
"Afrika",
"eliphantsi",
"kweSebe",
"lezobuGcisa",
"neNkcubeko",
"."
] | [
3,
0,
7,
8,
0,
7,
0,
5,
6,
0,
3,
4,
4,
0
] |
6151 | [
"Hlalani",
"phantsi",
"nivale",
"umnyango",
"lowo",
".",
"'",
"'",
"Watsho",
"uKumkani",
"engathandisi",
"bani",
",",
"baphela",
"ngalo",
"mzuzu",
"ubuthongo",
"abantu",
"balungisa",
"ukuhlala",
"ngokwendawo",
"zabo",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6152 | [
"Amanzi",
"angaphezulu",
"agalelwa",
"ikhlorini",
"phambi",
"kokuba",
"adlulele",
"kwindawo",
"asefwa",
"kuyo",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6153 | [
"Eyandisiweyo",
"(",
"Ilahlekile",
")",
"R580",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6154 | [
"Isebe",
":",
"IiNkonzo",
"eziButheleneyo",
"neDibaniso",
"noMmandla",
"linika",
"ulawulo",
"jikelele",
"nolwezimali",
";",
"ulawulo",
"lwabasebenzi",
"nlungiselelo",
";",
"iinkonzo",
"zonxibelelwano",
"nezekhompyutha",
"kwi",
"O",
"/",
"PSC",
"."
] | [
3,
0,
7,
0,
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6155 | [
"\"",
"Yhazi",
"yintoni",
"Andile",
",",
"ungaze",
"waphinda",
"wandibiza",
"umtshana",
"wakho",
"mna",
"ukusukela",
"namhlanje",
"ungaze",
"uphinde",
"uze",
"apha",
"ndingakubizanga",
"ulinde",
"de",
"ndikubize",
",",
"ndicela",
"uphume",
"apha",
"."
] | [
0,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6156 | [
"Ndifuna",
"ukubulela",
",",
"ndincome",
"abayili",
"bayo",
"abathe",
"baphanda",
"babe",
"bayiphononnga",
"imithetho",
"eyeleleneyo",
"kwisizwe",
"siphela",
"baza",
"baphuma",
"nale",
"mveliso",
"ixabiseke",
"kangakanana",
"yeli",
"Phondo",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6157 | [
"Intlawulo",
"ixhomekeke",
"ekujongisisweni",
"kwakhona",
"kwaqho",
"ngonyaka",
"okanye",
"ukuqinisekiswa",
"nguMphathiswa",
"weSebe",
"leMicimbi",
"yokusiNgqongileyo",
"noKhenketho",
"okanye",
"abanegunya",
"lokwenza",
"oko",
"ngokusebenzisana",
"noMphathiswa",
"wezeMali",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
3,
4,
4,
4,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
7,
0
] |
6158 | [
"Amanzi",
"amdaka",
"aphuma",
"ezindlwini",
"nakumashishini",
"asuswa",
"kwiipropati",
"ngenkqubo",
"yogutyulo",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6159 | [
"IRiphablikhi",
"ke",
"ibophelelekile",
"kwizivumelwano",
"zamazwe",
"ngamazwe",
"ezaziyibophelela",
"iRiphablikhi",
"le",
"mhla",
"uMgaqo-siseko",
"waqalisa",
"ukusebenza",
"."
] | [
5,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
0,
0,
7,
0,
0,
0
] |
6160 | [
"Yaba",
"yiloo",
"nto",
"kanye",
"mhlawumbi",
"eyathintela",
"uGramsci",
"ekubeni",
",",
"njengabo",
"bonke",
"abaphembi",
"boqhushululu",
",",
"ekubeni",
"angangumntu",
"owonwabele",
"ixesha",
"elizayo",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6161 | [
"Wonke",
"umsebenzi",
"weSebe",
"makasoloko",
"eyithathel'ingqalelo",
"inkangeleko",
"yeSebe",
"kwaye",
"ancedise",
"ekugcineni",
"inkangeleko",
"esemgangathweni",
"ngalo",
"lonke",
"ixesha",
"."
] | [
0,
0,
3,
0,
0,
0,
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6162 | [
"ISebe",
"kwakhona",
"liza",
"kufuna",
"isigqeba",
"sombuso",
"uxhase",
"ubandakanye",
"izenzo",
"ezicetywayo",
"kwiSakhelo",
"-senkqubo",
"sokuPhamba",
"esiPhakathi",
"seGama",
"sikaRhulumente",
"ngokubandakanya",
"iSakhelo",
"-senkqubo",
"yeNkcitho",
"esiPhakathi",
"seGama",
"."
] | [
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
7,
7,
0,
7,
0,
7,
0,
7,
0
] |
6163 | [
"Eli",
"Sebe",
"liphuhlisa",
"imidlalo",
"yeli",
"ngokuthi",
"iqeqeshe",
"amavolontiya",
"njengeenkokheli",
"zemidlalo",
"yeli",
"lizwe",
"."
] | [
0,
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6164 | [
"Okokuqala",
"uMthetho",
"wawenzelwe",
"umtshato",
"apho",
"kudityaniselwanayo",
"ngezinto",
",",
"apho",
"umlingane",
"womtshato",
"ophilayo",
"aya",
"kuthatha",
"ngokulula",
"isiqingatha",
"selifa",
"lomtshato",
"."
] | [
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6165 | [
"Akukho",
"mntu",
"ngaphandle",
"kwemvume",
"ebhaliweyo",
"yoMlawuli",
":",
"Amanzi",
"unokwenza",
"okanye",
"avumele",
"itanki",
",",
"eqhushekwe",
"okanye",
"ebekwe",
"emhlabeni",
",",
"ukuba",
"isetyenziselwe",
"ukwamkela",
"/",
"ukungenisa",
"okanye",
"ukugcina",
"amanzi",
"anikezwa",
"ngumasipala",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6166 | [
"Wayencume",
"uKumkani",
"ngathi",
"umka",
"nomlambo",
",",
"watsho",
"wahlunguzela",
"intloko",
",",
"wayehleli",
"ecaleni",
"kuka",
"Mafungwashe",
"."
] | [
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
1,
0
] |
6167 | [
"ISebe",
"linikezele",
"ngenkxaso-mali",
"kwi",
"Clotex",
"ukuze",
"kubekho",
"uMboniso",
"weMpahla",
"neMpahla",
"eyolukiweyo",
",",
"uMsebenzi",
"ngeNgcebiso",
"neNdibano",
"kwakunye",
"noqeqesho",
"lwabasebenzi",
"bokusika",
",",
"bokwenza",
"nokuhombisa",
"."
] | [
3,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
7,
7,
7,
0,
0,
7,
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6168 | [
"Yenza",
"isicelo",
"sokubeka",
"igama",
"ngokuhambisa",
"i-CM5",
"-",
"Isicelo",
"sokubeka",
"igama",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
0,
0,
0
] |
6169 | [
"luluhlu",
"lwayo",
"yonke",
"imimandla",
"ekhuselekileyo",
"eMzantsi",
"Afrika",
",",
"ekubhekiswe",
"kuyo",
"kwicandelo",
"9",
",",
"ixele",
"uhlobo",
"lommandla",
"okhuselekileyo",
"kumbandela",
"ngamnye",
"iqulathe",
"nayiphi",
"na",
"ingcaciso",
"exelwe",
"nguMphathiswa",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
5,
6,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6170 | [
"Dlamini",
":",
"Andikhange",
"ndilale",
"kakuhle",
"Mfene",
"."
] | [
1,
0,
0,
0,
0,
1,
0
] |
6171 | [
"ICandelo",
"lomLawuli",
"oyiNtloko",
":",
"IiNkonzo",
"zabaMmeli-lizwe",
"beSebe",
"lemiCimbi",
"yezangaPhandle",
"ePitoli",
"."
] | [
7,
7,
8,
0,
7,
7,
3,
4,
4,
5,
0
] |
6172 | [
"Le",
"nkqubo",
"ke",
"ilinyathelo",
"lenkubo",
"Yasekuhlaleni",
"Yemisebenzi",
"Yoluntu",
"yaye",
"lijolise",
"ekuphuculeni",
"imigaqo",
"esele",
"ikho",
"ngokuthi",
"iqeshe",
"abantu",
"basekuhlaleni",
"kwezo",
"ngingqi",
"zophuhliso",
"ukuba",
"ibe",
"ngabo",
"abasebenzayo",
"apho",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
7,
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6173 | [
"ISebe",
":",
"Ukongamela",
"nokuvavanya",
"-Injongo",
"yeli",
"sebe",
"kukumisa",
"imigangatho",
"ephezulu",
"yobunkokeli",
"benkonzo",
"zoluntu",
",",
"ulwalulo",
"olufanelekileyo",
"nokuphucula",
"ukuhyaznjiswa",
"kweenkonzo",
"ngokuthatha",
"inxaxheba",
"yoluntu",
"."
] | [
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6174 | [
"Eli",
"Sebe",
"lijongene",
"nomcimbi",
"wokwabiwa",
"kutsha",
"kwemihlaba",
"nokucwangciswa",
"kwayo",
"."
] | [
0,
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6175 | [
"b",
"bizela",
"epalamente",
"okanye",
"kwiNdlu",
"yoWiso-mthetho",
"yePhondo",
"elichaphazelekayo",
",",
"onke",
"amaqela",
"opolitiko",
"anomdla",
",",
"anokuba",
"nomnqweno",
"wokwezna",
"izicelo",
"ezibhaliweyo",
"ezingqinelana",
"nokuqinisekiswa",
"komba",
"ngexesha",
"eliya",
"kumiselwa",
"kuloo",
"myalelo",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
3,
4,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6176 | [
"Kwathi",
"ngecala",
"emva",
"kwentsimbi",
"yesithandathu",
"uKumkani",
"ebhuqana",
"noMthobeli",
"wancedwa",
"ngomnye",
"owayeqoqosha",
"iqonga",
"wamxelela",
"ukuba",
"uMthobeli",
"noMafungwashe",
"nazo",
"zonke",
"iimvumi",
"ebezilapho",
"baye",
"kwihotlele",
"leyo",
"elungiselelwe",
"iimvumi",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
1,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6177 | [
"ISebe",
"leMicimbi",
"yeNdalo",
"esiNgqongileyo",
"noKhenketho",
"kwiNkqubo",
"yeShishini",
"lezoKhenketho",
"(",
"TEP",
")",
"lithabatha",
"inxaxheba",
"kwisiseko",
"soluhlu",
"oluneenkcukacha",
"zoshishino",
"lwabamnyama",
"ngokusebenzisana",
"noKhenketho",
"eMzantsi",
"Afrika",
"."
] | [
3,
4,
4,
4,
4,
7,
8,
8,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
5,
6,
6
] |
6178 | [
"elokunikezela",
"ulawulo",
"lwezimali",
"kuwo",
"onke",
"amasebe",
"elokulungiselela",
"eli",
"Phondo",
"ukumelana",
"nokunikezelwa",
"kweenkonzo",
"kwanokulingana",
"kwiphondo",
"eli",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6179 | [
"I-PLAS",
"isebenza",
"ngesixokelelwano",
"sokuba",
"uRhulumente",
"uthenga",
"umhlaba",
"owabiwayo",
"."
] | [
7,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0
] |
6180 | [
"UMlawuli",
":",
"Amanzi",
"angayeka",
"okanye",
",",
"ngeso",
"sithuba",
"sifanelekileyo",
",",
"anciphise",
"unikezelo",
"lwamanzi",
"kuzo",
"naziphi",
"izakhiwo",
"nomhlaba",
"kwisithuba",
"apho",
"kungekho",
"kuthotyelwa",
"kwemiqathango",
"yesaziso",
"ekubhekiselelwe",
"kuso",
"kwicandelo",
"elingezantsi",
",",
"kwakunye",
"kufuneka",
",",
"apho",
"unikezelo",
"lwamanzi",
"luye",
"lwayekiswa",
"ngokwemiqathango",
"yomhlathi",
"(",
"a",
")",
",",
"abuyiselwe",
"kuphela",
"xa",
"imali",
"yokuyekiswa",
"neyokufakelwa",
"kwakhona",
"unikezelo",
"lwamanzi",
"ihlawulwe",
"."
] | [
7,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6181 | [
"Kukwakho",
"nemiqolomba",
"emininzi",
"neendawo",
"zokufihla",
"intloko",
"phantsi",
"kwamatye",
"kunye",
"neyona",
"mbumba",
"yemizobo",
"yamatye",
"inkhulu",
"neyona",
"ixineneyo",
"e-Afrika",
",",
"kumzantsi",
"weSahara",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
0,
5,
6,
0
] |
6182 | [
"Nabani",
"na",
"angasifaka",
"isikhalazo",
"kuMkhuseli",
"Woluntu",
",",
"oya",
"kuthi",
"ke",
"yena",
"aphande",
"ngesi",
"sikhalazo",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6183 | [
"Kholi",
":",
"Fundi",
"unjani",
"shem",
"uKeli",
"kuba",
"ndiva",
"kusithiwa",
"benikhe",
"naya",
"kumbona",
"?"
] | [
1,
0,
1,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6184 | [
"Ngokuphathelele",
"kwiSebe",
"leziNdlu",
"leSizwe",
",",
"uSomagunya",
"ofanelekileyo",
"uthetha",
"umPhathiswa",
"ojongene",
"neSebe",
"leziNdlu",
"leSizwe",
"okanye",
"umntu",
"obekwe",
"ngokubhalwe",
"phantsi",
"nguloo",
"mPhathiswa",
"."
] | [
0,
3,
4,
4,
0,
7,
0,
0,
7,
0,
3,
4,
4,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6185 | [
"Isivumelwano",
"samazwe",
"ngamazwe",
"siyibophelela",
"iRiphablikhi",
"kuphela",
"emva",
"kokuba",
"sivunyiwe",
"ngesigqibo",
"esenziwe",
"kwiNdlu",
"yoWiso-mthetho",
"nakwiBhunga",
"leSizwe",
"laMaphondo",
",",
"ngaphandle",
"kokuba",
"sisivumelwano",
"ekuthethwa",
"ngaso",
"kwicandelwana",
"(",
"3",
")"
] | [
7,
0,
0,
0,
5,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
3,
4,
7,
8,
8,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6186 | [
"I",
"NEMA",
"ikwanika",
"abasebenzi",
"ilungelo",
"lokuxela",
"ubungozi",
"bokusingqongileyo",
"kwisebe",
"likarhulumente",
"okanye",
"iPalamente",
"ngaphandle",
"kokoyika",
"ukohlwaywa",
",",
"hlaselwa",
"okanye",
"ukugxothwa",
"?"
] | [
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6187 | [
"\"",
"Akukho",
"ndawo",
"yokuzimela",
"kungekho",
"neyokubalekela",
"kwaye",
"ufunda",
"ukujongana",
"nobomi",
"ngokungena",
"ngentloko",
",",
"\"",
"utshilo",
"uIsaac",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
1,
0
] |
6188 | [
"Siza",
"kuwaxhasa",
"amalinge",
"okukhawulezisa",
"indibaniselwano",
"yepolitiki",
"neyoqoqosho",
"yommandla",
"weNkqubo",
"yokuPhuhliswa",
"kwaMazwe",
"e-Afrika",
"eseMazantsi",
"(",
"i-SADC",
")",
",",
"nokukhuthaza",
"urhwebo",
"notyalo-mali",
"phakathi",
"kulo",
"mmandla",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
7,
5,
6,
0,
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6189 | [
"Eli",
"Phondo",
"alizange",
"khe",
"lenze",
"luHlahlo",
"lwabiwo-mali",
"lweKomishoni",
"yoLutsha",
"ngaphambili",
"."
] | [
0,
7,
0,
0,
0,
7,
8,
7,
7,
0,
0
] |
6190 | [
"Ukuba",
"uMmangalelwa",
"wophule",
"uMyalelo",
"woKhuselo",
"ngokuphinda",
"akuphathe",
"gadalala",
"ngokwasemzimbeni",
"okanye",
"ngokukuthuka",
"ngendlela",
"echazwe",
"ekuqaleni",
"kule",
"ncwadana",
",",
"unokufaka",
"isimangalo",
"kwisikhululo",
"samapolisa",
"uze",
"ufake",
"isiQinisekise",
"SokuBamba",
"emapoliseni",
"aza",
"kuthi",
"wona",
"abambe",
"uMmangalelwa",
"lowo",
"."
] | [
0,
7,
0,
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
8,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0
] |
6191 | [
"lokuthumela",
"uMthetho",
"osayilwayo",
"kwiNkundla",
"yoMgaqo-siseko",
"ukuze",
"ithathe",
"isigqibo",
"ekubeni",
"iyayithobela",
"na",
"imigaqo",
"yoMgaqo-siseko",
"."
] | [
0,
7,
0,
7,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6192 | [
"Omnye",
"yaba",
"kukutyhilwa",
"koPhawu",
"lwePalamente",
"olutsha",
"ngomhla",
"wama-27",
"kuApreli",
"ka-2000",
"olwagxininisa",
"ubambiswano",
"olungundoqo",
"kwimbali",
"yabantu",
"beli",
"lizwe",
"."
] | [
0,
0,
0,
7,
3,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6193 | [
"Ingaba",
"Iya",
"Kusebenza",
"Njani",
"iNkqubo",
"kaRhulumente",
"Yokunikezela",
"Ngamachiza",
"Adodobalisa",
"Ulwamvila",
"Lwentsholongwane",
"kaGawulayo",
"yaye",
"Ndingawafumana",
"Phi",
"La",
"Machiza",
"?"
] | [
0,
0,
0,
0,
7,
7,
0,
7,
0,
7,
7,
8,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |
6194 | [
"Inkqubo",
"yeSibini",
"yokuLungiswa",
"komThetho",
"wolwaPhulo-mThetho",
",",
"(",
"UmThetho",
"No.85",
"ka-1997",
")",
"owaqala",
"ukusebenza",
"ngomhla",
"wokuqala",
"ku-Agasti",
"ngo-1998",
",",
"yaguqula",
"izinto",
"ezithile",
"zenkqubo",
"yebheyile",
"."
] | [
7,
0,
0,
7,
8,
8,
8,
8,
8,
8,
8,
0,
0,
0,
0,
7,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6195 | [
"Iqela",
"lofundo-nzulu",
"iKhanyayo",
"."
] | [
7,
0,
7,
0
] |
6196 | [
"Zalisa",
"ifom",
"yesicelo",
"yakho",
"phambi",
"kwegosa",
"elivela",
"kwiSebe",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
3,
0
] |
6197 | [
"noZi",
":",
"Njani",
"ManDi",
":",
"Unokufanela",
"utata",
"ukulwa",
"nawe",
",",
"izolo",
"oku",
"ubunxitywa",
"ibhatyi",
"?"
] | [
1,
0,
0,
1,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0
] |
6198 | [
"WCED",
"educators",
"are",
"available",
"at",
"three",
"outdoor",
"education",
"centres",
"and",
"four",
"museum",
"programmes",
"in",
"the",
"Western",
"Cape",
"."
] | [
3,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
5,
6,
0
] |
6199 | [
"xa",
"uyalelwe",
"ukuba",
"wenze",
"oko",
"yiyo",
"nayiphina",
"inkundla",
"enolwazi",
";",
"okanye",
"ukuba",
"ugunyazisiwe",
"ukwenza",
"oko",
"nguMphathiswa",
"."
] | [
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
0,
7,
0
] |