translation
translation
{ "en": "If a rope is showing no signs of damage, rot or fatigue, it is unlikely to be much below its full strength, but some consideration must be given to its age and those occasions when its fibres may have been weakened or their grip on each other lessened.", "xh": "Ukuba intambo ayibonakalisi zimpawu zokonakala, zokubola okanye ukuthamba, ayithandi ekubeni ngeneno kwamandla apheleleyo kodwa ucingisiso kufuneka lunikwe unyaka nezinto, xana intsinge zinokuphelelwa ngamandla okanye zibambelele entweni ngokuqina kwenye nakwenye umthunjanza izinto zibencinci ngokwesayizi." }
{ "en": "Such weakening may have been caused by any or all of the following: Constant stretching under heavy loads; Stowing away wet; Subjection to extremes of heat and damp.", "xh": "Uphelelo olunje lwamandla lungadalwa nayiphi okanye zonke ezi zilandeleyo: Udityaniso ololuleka ngaphantsi komthwalo onobunzima, ukulahlelwa ngaphandle kobumanzi, isifundo esikude kunesiphelo sobushushu okanye ukufuma." }
{ "en": "as in the tropics; External friction round bollards or through fairleads; Internal friction due to bending round sheaves of blocks.", "xh": "Njengokuba nikwitropiki esesiphakathini soxinezelelo olujikeleza intsika okanye phakathi loluleko lophatho, uxinezelelo lwangaphakathi ngoku gobeka lojikelezo yenqwaba lorhanqo lwendawo ethile ngemikhosi." }
{ "en": "If short lengths of yarns can be taken which are representative of the used portion of the rope they may be tested for tensile strength and thus give an indication of the deterioration which has taken place.", "xh": "Xa ubude bubufutshane bewulu zingathatwa zibe zonokuveliswa, ngokusetyeniziswa kwegcuntswana lentambo lungavavaywa ukujongwa amandla aqinileyo okanye omileyo kwaye oku kubonisa ukuba izinto ziyabaxeka ezithi zithathe indawo" }
{ "en": "It is necessary, however, to know the actual or specified breaking strength of the yarns.", "xh": "Kunyanzelekile, nokokuba, kuyazeka eyona okanye ukophuka okuchaziweyo kwamandla ewulu." }
{ "en": "The only really reliable method by which the strength of the rope may be determined is to test a sample of the worst part of the rope to destruction.", "xh": "Eyona nyani yendlela yokwenza into ngokwamandla entambo ingaxelwa kukuvavanya umboniso wentambo ebaxekileyo ekushabalaliseni izinto." }
{ "en": "Sample lengths are taken for testing to destruction of all ropes manufactured commercially and at the Admiralty Ropery.", "xh": "Imiboniso, imizekelo yobude bungathathwa buvavanywe ekutshabalaliseni kwazo zonke intambo ezenziwe ngemitshini nakwi Admiralty yentambo." }
{ "en": "Appearance, stretch and reduction in size are all important, but it is not possible to lay down rules which can be applied to determine the degree of deterioration in tensile strength which has occurred by these means.", "xh": "Imbonakalo, ukuyeka nokuncipha kwesayizi konke kubalulekile kodwa akungebi yiyo ukuyilalisa phantsi kwemithetho enokuthi ithunyelwe ukuchaza iqondo lokwazeka koqino lwamandla athe enzeke ngokwezenzo." }
{ "en": "This has always been left to the judgement of experienced seamen or ropemen.", "xh": "Le yaye yayekelwa kwisigwebo somatiloshe onamava waselwandle okanye indoda yentambo." }
{ "en": "Manufacture.", "xh": "Ukuvelisa." }
{ "en": "Not only does the twist imparted to a rope during manufacture give it elasticity and enable its fibres to hold together by mutual friction, but it also packs the matenaI firmly, thereby helping to keep out moisture and giving the rope a hard surface against wear and tear.", "xh": "Noba kuxa kudwa ujijeko lungadibana nentambo kwenzeka into ethile ngomatshini iyinika i-elastiki kwaye ingenza intsika zibambane ngesixa soxinezelelo kodwa iyapakisha imatenaI ngokuqinileyo oko kunceda ukugcina ukufuma nokunika intambo enzima indawo enokunxitywa nokukhululwa." }
{ "en": "Twisting the fibres, yarns and strands in opposite directions also helps to counter any tendency of the rope to unlay.", "xh": "Ujijo lwentsinga, iwulu nemisonto ekwindlela ezichaseneyo kuwo onke amancedo ekubalelweni ngendlela intambo engabekwanga." }
{ "en": "Rope which is given a hard twist in manufacture (hard-laid rope) loses in flexibility and strength but gains in elasticity and firmness.", "xh": "Intambo ethi inikelwe ubunzima bojiko ekwenzeni into ngomatshini (intambo enzima ebekiweyo) ingalahlekelwa ludlamko namandla kodwa yamkela i-elastiki nokungathambi okanye nokungashukumi." }
{ "en": "Soft-laid rope, on the other hand, is very flexible, and stretches less, but is more easily damaged by chafe.", "xh": "Intambo ebekiweyo elula, kwelinye icala, lunganodlamko olukhulu kwaye yoluleka nganeno, kodwa ingamoshakala lula kakhulu ngokukhuhlwa." }
{ "en": "Rope used for general purposes is given a medium twist; but for edging sails, awnings and other canvas, where flexibility and minimum stretch are the first considerations, soft-laid boltrope is used.", "xh": "Intambo esetyenziswa kwizinto ezithile ezinikwa ujijo olusesi phakathini, kodwa ekupheleni kweseyile ekhusela inqanawa kwimvula kunye namanye amalaphu awomeleleyo asetyenziswayo kwintente, apho udlamko luncitshiswayo lutsalwe lubekuqwalaselo lokuqala, intambo ebekiweyo yathamba ize isetyenziswe." }
{ "en": "The distance along the rope between any two points on the same strands is known as the jaw of the rope, and gives a measure of the hardness of the lay; the shorter the jaw the harder the lay.", "xh": "Indlela esecaleni kwentambo ephakathi kwezikhombisi ezimbini ezikwicala lwemisonto eyaziwa njengemihlathi ebekiweyo eqinileyo." }
{ "en": "A similar result can be obtained from the angle of the lay, which is the angle between the line of the strands and that of the rope; the greater the angle the harder the lay.", "xh": "Iziphumo ezizizo zingafunyanwa ngokwe - engile ebekiweyo, ethi ibekwe kwi-engile ephakathi ngomgca onomsonto naleyo yentambo, ubukhulu be-engile nokuqina kokubekwa kwayo." }
{ "en": "A rope in which the lay has become slack, perhaps even showing a gap between the strands, is known as slack-jawed or opened.", "xh": "Intambo umthunja ibekwe iye ibebuphelelwa, nokokuba ingaboniswa kwisikhewu esiphakathi kwemisonto, yaziwa njenge vulo mihlathi okanye iyavulwa." }
{ "en": "Twisting the fibres to form the yarn is essential to enable them to hold together, but it reduces the strength of the individual fibres, and, within limits, the lighter the twist the greater is the strength of the yarn.", "xh": "Ukujika kwentsinga kwakha iwulu ngokupheleleyo inokwenza ubambo oludibeneyo, kodwa inciphisa amandla okwentsinga eyodwa kwaye ngaphandle komiselo, ngokuya ujijo lubalula kungokuba bebuza kuba bukhulu ububanzi bewulu." }
{ "en": "On the other hand, bad material in a rope may be disguised by reducing the angle of lay; so that, although it may pass the necessary test when new, it will probably fail afterwards under normal working conditions.", "xh": "Kwelinye icala, into embi okwenza into yenzeke ngokwenzelelelwa ngokunciphisa kwe-engile ebekiweyo, ukuze nokuba inokugqitha uvavanyo olubalulekileyo xa lulutsha, ingangaphumeleli emva koko ingaphantsi kokusebenzi kwezi meko." }
{ "en": "All vegetable fibre cordage supplied to the Royal Navy is manufactured at the Admiralty Ropery at Chatham, with the exception of log line and the majority of small stuff, which is made by commercial firms to Admiralty specification.", "xh": "Zonke iintsinga zemifuno zeentambo ezinikwa umkhosi wolwandle wobukumkani ezkhiwa eAdmiralty ropery echatham, ngaphandle komgca wesixhobo sokulinganisa isatya senqanawa kunye nobuninzi bezinto ezincinane ezenziwa ziifemi zamashishini ngokokubalula kweAdmirality." }
{ "en": "Strength.", "xh": "Amandla" }
{ "en": "Tables in Volume II give the Admiralty specifications for weight and breaking strength of different types and sizes of cordage, but it must always be remembered that the breaking strengths given are those of new rope, and that these will decrease as the rope wears.", "xh": "Itafile ezikwi Volume2 zinike iAdmiralty ingcaciso obukhulu kunye nokwaphuka kwamandla kwendidi ezahlukileyo, nesayizi zesishunqu zentambo enkulu, kodwa kufuneka kusoloko kukhunjulwa ukuba ukophuka kwamandla anikiweyo zezo ntambo zintsha, kwaye ezo ziyehla ngokuya intambo ingakhathaleleki." }
{ "en": "A table giving details of small stuff is also included.", "xh": "Itafile enika ingcombolo zezinto ezincinane nazo ziyaqukwa" }
{ "en": "Standard specifications for all rope are laid down by the British Standards Institution, London, but cordage will not necessarily comply with them unless a certificate to that effect is given by the manufacturers.", "xh": "Ubalulo oluqhelekileyo lweentambo zonke lwabekwa yiBritish Standards Insititution eLondon kodwa iintambo azizokuvumelana nabo ngaphandle kokuba isiqiniseko koko kuchapahazelekayo sikhutshwe ngabenzi." }
{ "en": "Full details concerning cordage purchased from any reputable firm can be obtained from the manufacturers, and any information regarding Standard specification can be supplied on application to the British Standards Institution.", "xh": "Inkcazelo epheleleyo ebhekiselele kwintambo eqinileyo eveliswa kwenye yezinye ezaziwa ngokulunga iifemi, nokungathambi nangokungshukumi ngokukhawuleza ingafumaneka kubenzi, naluphi ulwazi olukumgangatho ochazwayo eBritish onikela uncedo okanye umsebenzi." }
{ "en": "A rough method of finding the breaking strength of manila, hemp or sisal cordage is to square its circumference (in inches) and divide by 3, the answer being in tons.", "xh": "Indlela egadalala yokufumana ukophuka kwamandla eManilla hemp, okanye intambo eqinileyo yesisal yeyowenza izikwere ezikwisangqa (kwi-intshi) kwaye zohlulwe kathathu, impendulo ibe kwii (toni) zikalwe ubunzimi." }
{ "en": "This allows for a good margin of safety for all types of cordage except coir, The safe working load is found by dividing the breaking strength by 6.", "xh": "Le ivumela isithuba esililungeleyo esisecaleni ekugqibeleni lokhuseleko lwendidi zentambo eqinileyo ngaphandle kwexonyezelelweyo, umthwalo osebenzayo okhuselekileyo ufumaneka ngokwehlula ukwaphuka kwamandla ngo6." }
{ "en": "A nearer approximation to the specific breaking strengths of new cordage is found by dividing the square of its circumference by 2.5 for ropes of size up to 6 inches, and by 2·6 for ropes of size above 6 inches.", "xh": "Umlinganiselo okufutshane kulo wokophuka kwamandla entambo entsha ifunyanwa kwisikwere esikwisangqa esingu 2.5 yentambo ekwisayizi ephakame ibe zi-intshi ezingu 6, kunye naku 2.6 kwintambo zesayizi eziphezulu kwi intshi eziyi 6." }
{ "en": "To estimate the strength of rope which is well worn but in good condition, apply the formula as for new rope, but use the actual and not the nominal circumference.", "xh": "Ulinganiselo lwamandla ale ntambo alulo uncedo olulungileyo kodwa ikumgangatho olungileyo (sebenzisa, fomula) \"ukuze intambo le intsha\" kodwa kusebenze le kanye, hayi le inobude obujikelezayo lonto." }
{ "en": "CONSTRUCTION AND CHARACTERISTICS OF MAN-MADE FIBRE CORDAGE.", "xh": "Ulwakhiwo neempawu ezenziwe ngozenzele bentsinga yentambo eqinileyo." }
{ "en": "In 1948 man-made fibre ropes became available commercially in Great Britain and are now firmly established throughout the world.", "xh": "Ngo 1948 ozenzele bentambo zentsinga zenza kwakho urhwebo e-Gret Britain kwaye ngoku lusingisele kulwakhiwo oluphuma elizweni." }
{ "en": "Nylon, Terylene, Polypropylene and Polyethylene are such fibres, but they are by no means a substitute for natural fibre ropes.", "xh": "I Nayilonii, Terylene, Polypropylene ne Blythlene zezona ntsinga kodwa ayizezokutshintshwa neyona ntambo yentsinga." }
{ "en": "They have, however, characteristics of their own which in many instances are superior to those of natural fibres: at times these ropes can do a job which their natural fibre equivalents cannot handle at all.", "xh": "Zenziwe, okube iimpawu ezizezizo zikwisininzi esizakuqala junezinye ezikumgangatho ophezulu kunezinye ezizizo iintsinga." }
{ "en": "Man-made fibre rope is more expensive than natural fibre rope, but it has usually a longer life and may well be more economical in the long run.", "xh": "Uzenzele wentsinga yentambo ikwixabiso eliphezulu kune ntsinga ezizizo zentsinga zentambo" }
{ "en": "It is not intended here to describe the chemical process of manufacture but to outline broadly the main characteristics of man-made fibre ropes, their advantages and limitations, how they are best used and handled, the precautions which should be taken when handling them, maintenance, and a general comparison with their natural fibre counterparts.", "xh": "Akukho nto ibangela uchazo apha kwicandelo lwekhemikhali, ezenziweyo zikhutshelwa ngobubanzi, ezona zimpawu zozenzele zeentambo zentsinga iimfuno nezinqumlelo ziphathwe zisetyenziswe njani, into enqanda ukusetyenziswa ebungozini kufuneka ithatyathiwe xa zisetyenziswa, uhoyo kunye neyona iphawulwa kwizinto ezithile ngezona ntsinga zizezendawo zobalo." }
{ "en": "Polypropylene and Polyethylene are still in the development and experimental stage (1963), but they will undoubtedly be introduced into the Royal Navy at some future date because they will float.", "xh": "I Polypropylene kunye ne Polyethylene zisekwixesha lo mzekeliso (1963) kodwa ngokungathandabuzisiyo bayakwazisa kumkhosi wamanzi ngokungabi nankqubela kwixesha elizayo kuba bayakwumthunjala." }
{ "en": "Construction.", "xh": "Ulwakhiwe." }
{ "en": "Each strand consists of a sufficient number of equal-sized continuous yarns to produce a rope which conforms to the particulars set forth in the tables in Volume II.", "xh": "Msonto ngamnye kule misonto unenani elithile elilingane nesayizi ephindeneyo newulu umthunjanze intambo ethi idale iseti yamashumi amane kwitafile ku Volume 2." }
{ "en": "The finished hawser-laid rope consists of three strands, each uniform and well laid and as free as practicable from defects in preparation of yarn, strand and finishing.", "xh": "Intambo eyomeleleyo yentsimbi inemisonto emithathu kwisivatho ngasinye esibekiweyo kwaye sikhululekile kulwenziwo lokukreqa ekulungiseni iwulu nemisonto naxa igqityiwe." }
{ "en": "Certain man-made fibre ropes require heat treatment during manufacture to set the lay and to obtain dimensional stability.", "xh": "Ezinye iintsinga ezongezelelweyo ziye zifune ukhuseleko ebushushwini xa, ziye zabekwa zamkeleke zalinganiswa nakwawaphi amacala athe alungiswe angakwazi ukutshintsha" }
{ "en": "Some ropes of plaited construction should be used instead of hawser-laid ropes for single whips where there is a tendency to unlay.", "xh": "Ezinye intambo eziphothiweyo kulwakhiwo kufuneka endewani yentambo yentsimbi eyomeleleyo yokutywatyusha xa kukho into ebekiweyo." }
{ "en": "Qualities.", "xh": "Imbonakalo." }
{ "en": "Some of the qualities which have helped the swing towards the use of man-made fibre ropes are: Breaking strength and stretch.", "xh": "Ezinye zembonakalo ziye zifune uncedo ekuphoseni ozenzele bentambo zentsinga zezi: olophuko lwamandla, nokuveka." }
{ "en": "Nylon and Terylene rope is approximately Three times and nearly twice as strong_respectively as a natural fibre rope of the same size.", "xh": "Intambo ye Nayiloni numthunja Terylene zikuqikelelo kuphinda-phindo lwesithathu kufutshane nokuphindwa kwamandla ahloniphekileyo njengentambo yentsinga eqhelekileyo eyisayizi efanayo." }
{ "en": "Nylon rope will extend to 45 per cent and Terylene rope 38 per cent of its length before parting.", "xh": "Intambo yeNayiloni iyakwengezeleka ngepesenti ezingu-45 nentambo ye Terylene engama 38 epesenti ngokobubanzi bayo phambi kokuba yohlukane." }
{ "en": "Shock resistance.", "xh": "Ukungavumelani nomothuko." }
{ "en": "The basic yarn extends 12 to 16 per cent before breaking.", "xh": "Eyona wulu yongezwa ngo-12 ukuya ku-16 wepesenti phambi kokuba yophulwe." }
{ "en": "Nylon rope, used within its safe working load, will stretch 30 per cent of its length and has excellent powers of recovery after extension.", "xh": "Intambo yenaylon isetyenziswa ngoku ekukhuseleni umthwalo, iyokoluleka nge 36 pesenti ngobobubanzi kwaye isemagqabini ngamandla ewazuze emva konyuselo." }
{ "en": "Terylene rope, used within its safe working load, will stretch only 15 per cent of its own length and also has excellent powers of recovery.", "xh": "Intambo ye Terylene isetyenziswa ekukhuseleni umthwalo, ungoluleki kwi-15% ngokobubanzi kwaye isemagqabini amandla okuyikhusela." }
{ "en": "Terylene and manila ropes of the same size, used within their respective safe working loads, will stretch approximately the same amount.", "xh": "Intambo, yeTerylene nentambo ye Manilla zesayizi elinganeyo zisetyenziswa ngokuhloniphekileyo ekukhuseleni imithwalo xa uqikelelo lusoluleka ngokokulingana kwesixa." }
{ "en": "This extension and recovery in man-made fibre rope results in tremendous capacity for shock absorption and prevents the sudden build-up of a high peak load.", "xh": "Olu lwandiso nokhuselo lwentsinga lozenzele bentambo bungakhokelela kubukhulu bonyaka nesixa esumthunjanzile yokothusa, ukutsala, nokukhusela kwesakhiwo esiphezulu kwinkcochoyi yomthwalo." }
{ "en": "Wet strength.", "xh": "Ububanzi obumanzi." }
{ "en": "A thoroughly saturated Nylon rope retains 90 to 95 percent of its tensile strength.", "xh": "Imnambo egqibeleleyo yeNayiloni umthunjanza ugqibelelo lokuba ibe manzi inokugcinwa ingu-90% ukuya ku 95% ngokuqina nokoae kobubanzi." }
{ "en": "As the rope becomes wet and its breaking strength falls, the extension increases so that the rope's shock resistance remains almost constant.", "xh": "Xa le ntambo ibamanzi kwaye isophuka ukuwa kobubanzi ulwandiso luyehla ukuze intambo ingamkeli umothuko oshiyekela ekungatshintshini." }
{ "en": "The strength of Terylene rope is not affected when wet.", "xh": "Amandla entambo iTerylene awachaphazeleki xa imanzi." }
{ "en": "When man-made fibre ropes are wet and under strain they emit a steamlike water vapour.", "xh": "Bona ozenzele bentsinga bamanzi kwaye bephantsi kokunyanzelwa nokuthunyelwa ebushushwini bamanzi omphunga" }
{ "en": "This can be expected when working within the safe working load.", "xh": "Le nto ingalindeleka xa kusetyenziswana nokhuseleko lomthwalo." }
{ "en": "Lightness in weight.", "xh": "Ubulula beweyithi." }
{ "en": "The specific gravities of the basic yarns are as follows: Nylon 1'14, Terylene 1.38, Polypropylene 0.91 and Polyethylene 0.95; whereas manila and sisal are both about 1.5.", "xh": "Ezi chaziweyo zinokunyaniseka kwewulu zezizilandeleyo iNayilon, 1:14 Terylene, 1:38 Polypropylene, 0.91 kunye ne Polyethlene 0.95 apho iManilla ne Sisal zombini zikwi 1-.5." }
{ "en": "Therefore man-made yarns are the lightest available for rope-making, (Coir rope is not considered in this comparison.).", "xh": "Ngapha koko ozenzele bewulu ngabona balula bafumanekayo ekwenzeni intambo (intambo yemisonto evela kwiqokobhe lekhokhonati ayibalelwanga kwelinqanaba)" }
{ "en": "Immunity to temperature change.", "xh": "Ukhuseleko lokutshintsha kwemozulu." }
{ "en": "Nylon and Terylene ropes perform well in hot, dry conditions; but care should be taken to avoid excessive friction, since the yarn of nylon melts at 250°C and Terylene at 260°C.", "xh": "Intambo ye Nayilon numthunja Terylene zisebenze kokuhle ebushushwini, kwisimo esomileyo, kodwa kufuneka zikhathalelwe ukuze inqande amandla angayi mfuneko, ngenxa inqanda amandla angeyiyo imfuneko ngenxa yokuba iwulu yenayilon inyibilika kwi 250°C neTerylene kwi 260° C." }
{ "en": "At the other extreme, They are virtually unaffected by 80° of frost.", "xh": "4: Kulamaxesha siphila kuwo isetyenziswa nje ekulweni imililo." }
{ "en": "At the other extreme, They are virtually unaffected by 80° of frost.", "xh": "Ekudeni, ngenyani azinakuchaphazeleka ngo 80°C bengqele." }
{ "en": "Immunity to chemical attack.", "xh": "Zikhuselwa ngekhemikhali kuhlaselo." }
{ "en": "Man-made fibre rope is unharmed by many chemicals such as crude oil, diesel oil, marine fuel oil and distillate oil.", "xh": "Iintsinga zozenzele bentambo azinabungozi ngokwemichiza enjenge oli, i oli yedizile, amafutha e-oli yezibuko lenqanawa." }
{ "en": "It is resistant to attack by alkalies, but may be affected by acids.", "xh": "Ayilwamkeli uhlaselo lwealkali kodwa ingachaphazelwa bubumuncu." }
{ "en": "If man-made fibre rope is to be given the same care as natural fibre rope, it should not be allowed to come into contact with any harmful agent.", "xh": "Ukuba intambo kazenzele iye yanikezelwa eluhoyweni elululo olunje ngemtambo zentsinga, akuvumelekanga idibane." }
{ "en": "Immunity to rot.", "xh": "Ukhuseleko ekubaleni." }
{ "en": "Man-made fibre rope is proof against attack by moulds, bacteria and insects.", "xh": "Intambo ezingozenzele bentsinga zinobungqina obungapha bokuhlaselwa bubulembu, izinto ezinokubangela izifo kunye neengozi kumagosa." }
{ "en": "It can be stored for long periods without fear of deterioration and can be stowed away wet without danger of rotting.", "xh": "Ingakwazi ukugcinwa okwexeshana ngaphandle koloyiko lokwenza mandundu kwaye lunga suswa lumanzi ngaphandle kobungozi bokubola." }
{ "en": "Limitations.", "xh": "Imilinganiselo." }
{ "en": "Sunlight.", "xh": "Ukukhanya." }
{ "en": "AlI man-made fibre ropes lose strength when exposed to strong sunlight for long periods, but the loss is not enough to reach significant proportions.", "xh": "Zonke intambo zozenzele ziphelelwe ngamandla xa zivezwa elangeni elishushu okwexesha elide kodwa ukuphelelwa akulingani nokufikelela ekubalulekeni kolwamano." }
{ "en": "Even so, when not being used it should be stowed away or covered over.", "xh": "Noba kunjalo xa ingasetyenziswanga ingajulelwa kude okanye igqunywe." }
{ "en": "Friction.", "xh": "Intswelo mvisiswano." }
{ "en": "Man-made fibre rope under strain and upon surging may develop glazed areas where it has worked against capstan, bollard or cleat surfaces.", "xh": "Intambo zentsinga zozenzele ezingaphantsi konyanzeliso nangendlela ezomeleleyo eziva ngayo zingaveliswa kumenyezelo lwendawo apho bezinokusetyenziswa kwimatshini ne-ankile, iintsika, iverhe." }
{ "en": "This glazing maybe caused by the removal of paint from metal surfaces or the fusing of the fibres by heat generated from excessive friction.", "xh": "Olu khanyiso okanye lwenziwa kukusuka kwepeyinti kwindawo ezimenyezelayo." }
{ "en": "In either case the strength of the rope may be impaired and it must_be carefully surveyed before it is used again.", "xh": "Kwelinye icala, amandla entambo angadityaniswa kwaye kufuneka ihlohliwe phambi kokuba iphinde isetyenziswe." }
{ "en": "If the glazed area is extensive, and no other rope is at hand, the damaged lengrth should be cut out and the parts of the rope short-spliced together.", "xh": "Ukuba indawo ezimenyezelayo zandisiwe, akukho enye intambo, umonakelo wayo ungasikwa phakathi icuthwe intambo idityaniswe." }
{ "en": "Uses.", "xh": "Imisebenzi." }
{ "en": "Nylon and Terylene ropes are used in the Royal Navy when there is a requirement for heavy duty, long life, safety and ease of handling.", "xh": "Intambo zenayilon ne Terylene zisetyenziswa kumkhosi wamanzi xa kukho imfuneko zomsebenzi onzima, ubomi obude, nobambelelo oluyekumthunjake." }
{ "en": "A few instances are given below: Ocean-going tugs are supplied with 10-inch Nylon towing hawsers because shock absorption and elasticity are the main requirements.", "xh": "Imizekelo embalwa inikiwe ngezantsi izinqithi ezihambayo zithunyelwa nge-intshi eziyi 10 zenayilon ngomsonto wentambo, ngenxa yomothuko ebudontsayo nangelastiki zizona ziyimfuneko." }
{ "en": "Harbour tugs are fitted with 5-inch Terylene towing hawsers because Terylene has greater ability to absorb shock loads than natural fibre, and Nylon stretches too much.", "xh": "Kwindawo inqanawa ezihlaliswa kuzo ziye ngesiquphe zibenamandla otyalelo olulingana ne i-itshi eziyi5 ze Terylene." }
{ "en": "Aircraft carrier crash barrier nets are made from a soft-laid Nylon rope so that the net can stretch and absorb the shock loading as the aircraft is brought to a standstill.", "xh": "Inqwelo-yomkhosi yamanzi ephatha izithintelo ntambo ezenziwe ngentambo ethambileyo ye nayiloni, ukuze intambo yoluleke kwaye ifunxe amandla esithonga xa inqwelo ihlala phantsi." }
{ "en": "Survey ships', some frigates' and destroyers' boats' falls- Terylene.", "xh": "Inqwelo - vavanyo, ezinye izikhephe zemfazwe ezinesantya nezithebelatisi zikhephe akuwa iTerylene." }
{ "en": "Aircraft carriers', submarines' and many other ships' berthing hawsers- Nylon.", "xh": "Inqwelo - yomkhosi ithwala izikhulamanzini elwandle kwaye kwakunye nezinye izikhephe kwindawo yokulala inqanawa intambo enkulu yentsimbi - nayiloni." }
{ "en": "Seaboat anti-shock slings-Nylon.", "xh": "Inqwelo yamanzi ukuchasana kokhatyo logibiselo lombane." }
{ "en": "Some ship's dan-buoy mooring pendants-Nylon.", "xh": "Ezinye inqwelo zibotshelelwa epalini ngababopheleli nqanawa." }
{ "en": "Awning tackles and some awning lacings-Nylon.", "xh": "Isikhuselo seseyile yentambo yesikhephe yokuloba nezinye izikhuselo zeseyile." }
{ "en": "Outhauls for replenishment rigs of Armament Supply ships-Nylon.", "xh": "Intambo zokuxhobisa, ukuzaliswa kwakhona, ukuxhabisa isikhephe." }
{ "en": "Hurricane hawsers-Nylon.", "xh": "Inkanyamba yentambo enkulu yentsimbi yenayiloni." }
{ "en": "ILower boom boatropes-Nylon.", "xh": "Intambo yenqanawa yesixhobo esisezantsi sezibuko yenayilon." }
{ "en": "Signal halyards-plaited Terylene.", "xh": "Uphawu lweentambo zokumisa nokuhlisa iiseyile okanye iflegi." }
{ "en": "Log lines-plaited Terylene.", "xh": "Intambo ezolukiweyo zeTerylene." }
{ "en": "Cargo nets-Nylon webbing.", "xh": "Inqwelo enkulu yentambo - inayiloni, ibhanti eliqinileyo elisetyenziswa nasekuqukumbeleni." }
{ "en": "Ships' towing hawsers-Nylon.", "xh": "Iintambo zokurhuqa ezinkulu zenayiloni zenqanawa." }
{ "en": "The use of man-made fibre materials is on the increase and within a few years most natural fibre ropes may be replaced by man-made fibre ropes, and canvas awnings, natural fibre boltrope and other awning fittings may also be replaced by man-made fibre materials.", "xh": "Umsebenzi wozenzele wentsinga ungancitshiswa ngokwanelisa kwiminyakana embalwa, iintambo zentsinga zingabuyiselwa kozenzele bentambo zeentsinga, nelaphu elikhusela iseyile, intambo edaliweyo yentsinga kwakunye nezinye intambo nazo. zingebuyiseleka ngokwenziwa kwezandla kwentsinga." }
{ "en": "Maintenance of man-made fibre rope.", "xh": "Ukugcinwa kwentsinga umthunjanziwe ngezandla." }