path
stringlengths
41
41
audio
audioduration (s)
0.51
18.4
sentence
stringlengths
6
165
xh_za/za/xho/wavs/xho_9446_8177299444.wav
Uya kuyiphumelela nini itonamente?
xh_za/za/xho/wavs/xho_5680_3776982614.wav
Kwakamsinya, bonke abanye abahlobo baqhagamshelane nabo.
xh_za/za/xho/wavs/xho_6975_2769659777.wav
EFauresmith amaqondo aziidigrizi eziyi-2 kuze kubekho isichotho esimandla.
xh_za/za/xho/wavs/xho_5680_9857722890.wav
Kodwa utata wasixelele ukuba singaqubhi emlanjeni, watsho uBontle.
xh_za/za/xho/wavs/xho_4291_4759217434.wav
Surely I will excuse you, she cried.
xh_za/za/xho/wavs/xho_4280_8878839174.wav
Xa ubuyela umva kwiintsuku ezimbalwa, yiza noEileen.
xh_za/za/xho/wavs/xho_1547_1501248086.wav
Beva umgqumo omkhulu.
xh_za/za/xho/wavs/xho_1547_8694365660.wav
Gxebe mandithi, andikwazi kulinda.
xh_za/za/xho/wavs/xho_4280_5355441870.wav
Amaqondo angaphantsi kwedigrizi kuka-1 eMbongintwini kwaye kukho namathuba omoya ovuthuza ngamandla.
xh_za/za/xho/wavs/xho_5680_8590063110.wav
Ukrazula ikayiti yam isesandleni sam.
xh_za/za/xho/wavs/xho_5680_5789074530.wav
Kwathi gquzu intsini wonke umntu ngaphandle kukaMnumzana Mvundla.
xh_za/za/xho/wavs/xho_5680_0607409968.wav
Kutheni watshintshelwa apho?
xh_za/za/xho/wavs/xho_1547_2926754768.wav
Umnumzana uGolozayo wampampatha, wafifithekisa wagushugushuza phambi kokuba ambombozele, Kulungile.
xh_za/za/xho/wavs/xho_9446_6608552618.wav
Bebefumana ezi zipho ezivela kubongameli okanye abaqeshi babo, e-United Kingdom (eBrithani) nakwamanye amazwe.
xh_za/za/xho/wavs/xho_6975_3066420598.wav
Ngamaqondo angu-0 yaye ubukhulu kukho ilanga e-Soweto
xh_za/za/xho/wavs/xho_4291_8957888368.wav
We are consumed in our own flesh-pots.
xh_za/za/xho/wavs/xho_9446_4729974407.wav
Mingaphi iminyaka yakho, tata?
xh_za/za/xho/wavs/xho_6975_5422946890.wav
Kwaye andasitya isidlo sam sangokuhlwa.
xh_za/za/xho/wavs/xho_6975_3362789713.wav
KwiLigi yooMpondo ziHlanjiwe yamaNgesi, iTottenham Hotspur yabethwa yiStoke City ngamanqaku ayi-3 kwayi-8.
xh_za/za/xho/wavs/xho_1547_4355144378.wav
Iintlanzi, ezinkulu nezincinane zahleka zatsho zitsibela emanzini ziphelile yintsini.
xh_za/za/xho/wavs/xho_5378_8275738216.wav
Umqeqeshi wafaka uAsavela Mbekile endaweni kaGabadinho Mhango sele uzakuphela umdlalo.